My mom taught me this at an early age. Bring your own knife, fayidukhwe, ne faskoti because abanye benu niyoku sebenza kodwa awuyiphathi ifaskoti.
2024-07-06 11:42:15
13
akhonaqobongwana :
Khona ngomphi lomzi sizoba nezitshetshe eziy20 ezingonela umcimbi.
Here in joburg bayaziphathela imela ne cutting board
2024-07-03 17:20:03
12
Luckie Thamie Vava :
something bubu muncu my friend abanye Abantu abekho creative, so bona amazing qondi uba bayazi exposure tshiii
2024-07-03 07:28:38
10
Mantsundu.Zondwa :
Senza njalo thina Herchel ibhozo,peeler, I bucket or isitya makoti uza nento zakhe
2024-07-02 12:39:22
9
sinah_zo_ :
Yintoni isitshetshe someone please 😂😂
2024-07-03 16:24:55
7
push :
Tjoo bayadinga sana ude uzisole uba ebesiyaphi shm🤣🤣🤣
2024-07-03 05:26:03
6
Casa By MaNkwali :
mna I even ask in advance uba ithini I menu and I arrive early and pick a dish I know I do well ndibe ndiphethe certain things that I know I enjoy using kulo dish. unyanisile akho need for la drama
2024-07-02 11:50:28
6
MAMBHELE :
Following you nje for humanity😍😍😍😍😍😍
2024-07-03 07:53:26
5
Enkosi_Bye :
I want to be your friend chomi, where do I apply? Love love your energy 😂
2024-07-02 16:04:54
5
Smondz Hlathini :
bayayibaxa ke abantu bakuthi🤣🤣🤣
2024-08-18 19:26:57
4
Mbhonoza ka Gogo95🥺❤️ :
Sakthandi🥺❤️
2024-07-03 10:33:25
4
loza :
Ingxaki umntu uya sephethe Red pen kulomzi through into ayivileyo or afuna kwenza show off for someone. Banjalo oomatshambana bangabhaldanga nge phof😳😳
2024-07-02 15:31:17
3
phiwe :
Baxelele Mamgebe banezothe aba.😭
2024-09-03 07:59:19
2
Luncuthulamazangwa :
True mntase
2024-08-18 08:45:17
2
Lhoza stesho :
Thank you baby ❤️❤️love you sixelele sifunuhlekisa ngabantu sana
2024-08-12 12:04:55
2
Siyolise Sobetwa :
Thina bakhule besebenza siyaz kakuhle lento uythethayo
Ufake i pinifa, tshwa imela yakho pha epokothweni
Utye tyum❤️🤞
2024-07-26 18:55:40
2
mamaweboyz :
yhuuu abadiki ufika umntu ezenza u master chef ongacacanga
2024-07-16 05:55:40
2
Mrs_J :
Exactly mntase, esam sibalapha front foskotini.
2024-07-08 20:21:40
2
zanelemilani :
Ndiyithetha qho lonto standwa sam ufana nam wena ndivala umlomo