@kulungile21: #death #lord ##God #protection

Kulungile Mthobeli Mposelwa
Kulungile Mthobeli Mposelwa
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 03 July 2024 20:05:15 GMT
33431
3215
93
9

Music

Download

Comments

onica021
Sthandwa somntu❤️💋♥️ :
Chomi kunzima uthetha especially xa ungumntu osokolayo because sometimes usuke uzive ngathi uyabadika abantu ngoba neengxaki oko wena wedwa😞😞😞😢
2024-07-03 20:20:39
24
shayingwe
🌽🐆Shayingwe :
💔💔💔💔Jonga kunzima nyani and unyanisile makuthandazwe Khona apho konakwle khona
2024-09-16 07:06:40
0
thembelihle980
ihle98 :
kwamosha abazali bethu sifela amacala abo
2024-07-03 20:09:52
11
mazaka_021113
aviwe_mazaka :
chommy kunzima ndikuxelele mna kunzima nyani out here's it's the survival of the fitness kuyanyiwa chommy one way .ube right chommy ❤️
2024-07-11 22:43:47
0
grandpatshitshi_15
grandpatshitshi_15 :
It's not easy to talk nxelele, uyathetha kanti uthetha emntwini owrongo. Ayenze into hlekisa. May God heal us. Because wow...
2024-09-22 13:50:33
0
tolokazikantombel
Tolokazikantombela :
This golden ticket idea is a lie, siyagowa wethu nezo masters and deputy director position 🥵😡
2024-07-04 03:17:21
0
lulosands
LuloSands :
Akho kwanto irongo esiyenzileyo mntase ngumona qha kubantu abasingqungileyo abayifuni impumelelo kumntana womnye umntu 💔💔😭
2024-07-03 21:34:01
1
zamagambu33
zamagambu33 :
kuyazbulawa Cc ngoku,and ngapha eMzimkhulu bayazlengisa abazal basaba ngish ukthethis abantwana ngoba ngok abasaz noma mhlamb indlel ababaphethe ngayo bayadinwa....kubi Chomy
2024-07-03 20:40:23
4
ongie_jeke
ongie_jeke :
Abantu bayadikwa mntase xa usoloko u gowa after I saw video ku tiktok abantu bedikwe finish ngumntu oneengxaki ndazixelela ndizofela ngaphakathi
2024-07-03 20:28:08
3
noluthandobasi
Noluthando Basi :
oooh bethuna uThixo makasincede uxolo chommie marn
2024-07-13 11:47:12
0
nwabisamatinise
nwabisamatinise :
Oh yaze yambi😭💔 uThixo maka ngenelele 😭🙏
2024-07-03 20:13:18
4
2lee_khumalo
Nokuthula MaKhumalo :
Ai chomie kunzima uthetha ,coz people the very judgemental..
2024-07-03 20:26:38
3
hlubikazi505
NOZAQU♥️ :
💔💔💔yooh andavi hurt yuuh ukufunda iminyaka engaka kant it's all waist
2024-09-04 20:30:22
0
kwanie74
Kwanie :
Chomy umntu xazibulele boyaziba biseyingenguye besekugqityiwe ngaye ngabathakathi
2024-08-16 06:27:00
0
queenb19013
QueenB🐝 :
Yhoo sana you can say that again kunzima yhuu😭💔
2024-07-05 09:28:12
0
amish0043
Amish :
that's sad...ube ryt bbe
2024-07-03 20:24:40
2
neli_siba3
Neli00🇿🇦🇫🇷 :
Abantu are silently going through a lot these days Mntase,and boyika uthetha kuhlekiswe ngabo kuSocial Media...
2024-07-04 06:19:56
0
glenzee75
K Zee :
Aish kunzima
2024-07-05 17:29:25
0
zamile021
Mafungwase 💙 :
it's getting werse chome 😥nyani
2024-07-11 13:44:52
0
nombuyiselomakala
Mbuyie :
It’s the society we are living in, it’s so judgmental and cruel. People are scared to talk because they maybe judged and kuhlekiswe ngentlungu zabo. Kwaphela ubuntu. It’s so sad
2024-09-08 21:12:40
0
mancilashe_95
Mamvulane Pinklele Ncilashe ❤️ :
Ndingqinelana naba bathi kunzima uthetha 🥺🥺😭😭😭😩😩.. Kuyadika uGowa guyss akhomandi tuuu! Ube ugowela abantu because abantu bayadikwa Chom 🥺🥺😢😢
2024-07-04 03:38:57
0
vuotlah87
Mama ka Oyintanda ♥️ :
My everyday fear🥺🥺ukusokola ndith zqala ulunga into zam ndihambe😭😭 Ngxesi mntase
2024-07-04 13:01:12
0
thoz63
Thoz :
Depression is something else mdikuxelele soze uyazi😌😌
2024-09-08 14:58:04
0
user2704292504388
LERA :
❤️❤️❤️watsho ungaxoki ungaphososintu
2024-08-13 19:59:07
0
khosi.kadunywa
Khosi KaDunywa :
Mmm kwaze kwanzima kodwa sibhekene nempi yemimoya
2024-07-04 10:09:52
0
To see more videos from user @kulungile21, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About