Language
English
عربي
Tiếng Việt
русский
français
español
日本語
한글
Deutsch
हिन्दी
简体中文
繁體中文
Home
How To Use
Language
English
عربي
Tiếng Việt
русский
français
español
日本語
한글
Deutsch
हिन्दी
简体中文
繁體中文
Home
Detail
@zakwadlomo19: Owh Nkosi ndicela ukhusele imitshato yethu yuuuu kumnandi nyana kaMaria andifunungatsho
Akhona zakwaDlomo
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 09 July 2024 19:24:25 GMT
26850
2043
105
88
Music
Download
No Watermark .mp4 (
6.32MB
)
No Watermark(HD) .mp4 (
6.22MB
)
Watermark .mp4 (
12.9MB
)
Music .mp3
Comments
aneledlwati21 :
yooo owam nkosikazi wadivusa ekuseni ukuba dizomcedisa,bona zange wabasa nam dadivuka gomzimba ongenaxhala goba adifuna agahlazeki😍😍
2024-07-10 14:47:25
28
Nwabisa_ Akhanyile beauty Hair :
yoh oko uthe kumamakhe makavase izitya bcz mna ndisikwe libhozo ndinqunqa inyama "wathi oledi cela uvase ezizitya uyopha lona n azomthunuka la manzi"😳yoh intloni kum yangaske ndimtsebe
2024-07-10 06:37:36
8
Anelisa Ansa Mkhize :
😂😂One thing about you ,uyayithanda indoda and I love it for you 😂
2024-07-10 08:14:24
0
S’yolise🌸 :
Bakhuz’ sele umyeni ehleli ne sana lakhe,babuz’ uba kutheni umpelesisa indoda 🤭😂
2024-07-09 20:39:04
7
[email protected]
:
kodwa wenza sifune utshata🤣🤣🤣🤣🤣
2024-07-11 06:33:14
3
mpemvukazicekisok :
uncumo lwakho xa uthetha ngomyeni wakho... 👌👌👏🔥❤🥰😁
2024-07-10 12:42:10
11
uZukhanye Mamzondi :
Mna nditshate usxhosana he would never. 😩
2024-07-09 20:13:21
0
Dee=nhe=War :
😜😜Hayi wena mama wenza ndibawela nam ngk hlale emveni kwe cango😜😜😜😂
2024-07-09 19:40:30
5
Sivuyise Mlandu T :
😂😂I relate sana oh it’s cute ♥️♥️
2024-07-10 00:38:22
0
nomacebisomzingeli :
Ndiyancediswa mna uyayaz andikwaz uphemba babengasakhuzi😂😂😂😂😂😂
2024-07-18 08:06:54
0
Mrs_ Matiwane ♥️♥️ :
owam wazondi ncedisa lamini gqibo nxiba ndenza tea cz dabs waye wazokhalaza ba tea shota nge bisi, ndayilibala mna tea yachitheka stove(n) ohh wandosulela wathath cups wandifakela kwi tray 😁😅
2024-07-09 20:49:00
5
Mbalenhle_Ngema :
His family knows that I'm his baby and he never lets me go to his family without him.
2024-07-13 07:42:37
6
Malibongwe Prince "Shakes" :
Yhoo sisi wam mna ndaqasha amatanki wamanzi osela ekhaya sinomsebenzi ekhaya, isitshixo sawo sikunkosikazi ebane evula eyokha pha🙈🙈🙈
2024-07-09 22:59:46
10
Sihle Venfolo :
🥺 This sounds so nice and beautiful 🥰
2024-07-13 07:41:26
3
namhla ❤️ :
Abayeni abanovelwano abangafuni kusibona sisokola, oh marn ababhuti ngaba Samaria abalungileyo🥰
2024-07-09 19:44:28
3
Peliwe mguga :
😂😂😂zekuthwe umtyisile ke sana
2024-07-10 04:42:08
3
zeeworld :
yoooh guys enkosi kubantu abenza okuhle 😍😍😍😍siyabonga ngokunakwa bakithi
2024-07-16 16:08:22
1
Aboh :
🥰🥰 kungabimandi mntase yhuu
2024-07-09 19:45:20
2
userSomeleze20122 :
first day kuthwa nditshuze ndayobasa phandle kupepeza ...ndabone fikaendiphembela futhi ecanda ...sadidiyela ke nomyenam ...mamam undincedisa whatsa
2024-07-11 08:43:01
1
Cecilia :
ow abethu pha emzinam ke bavuka bawuqale sana thina siwufumana sewuvutha
2024-07-23 06:02:26
2
ovuyomasebeni :
enkosi kakhulu 🤝💯❤️❤️❤️
2024-07-10 09:45:33
1
Yolanda Zama Tshekel :
am not married yet but every time you talk about abayeni bethu of this time. I get so excited. can't wait. 🥰🥰🥰
2024-07-11 07:49:39
1
Mangxongo :
ZakwaDlomo sana Sisi phinda utsho ndiyayazi lo feeling yozokubasiswa ngu mnyeni🥰🥰
2024-07-09 19:44:09
1
Nox digital marketing Queen :
Tefiswani maan it’s very beautiful to watch
2024-07-26 07:59:36
1
Thabisa Nkomana :
mna ndizithandela wena madlomo
2024-07-11 09:14:49
1
To see more videos from user @zakwadlomo19, please go to the Tikwm homepage.
Other Videos
Kuma (Istri Kedua) #fyppppppppppppppppppppppp #fyp #masukberanda #viral #semuaorang #drama #dramaturki #kuma #ceylan #istrikedua #turkish #turkishseries
Viviendo la experiencia del american fest 🎬 #viral #tendencia #americanfest
"Designed for the city, built for your rhythm. U Space by UJUAL isn’t just a bag — it’s a lifestyle choice for modern urban creatives. Minimal, modular, and made to move, it adapts to your needs whether you're working from a café, co-working space, or on the go. Discover the freedom to work anywhere, in style." #UrbanLifestyle #ModernCreatives #MinimalDesign #ModularBag #SwissDesign #CaféWorkVibes #UrbaneLiving #USpaceByUJUAL #WorkAnywhere #CreativeMobility
if you could see your whole life from start to finish, would you change thing... . . . . . . . #film #cinema #cinematography #japan #Home #arrival #edit #colorgrading #fyp
About
Robot
Legal
Privacy Policy