I thought xa ungenamali azibikho iingxaki kanti ithin into yeengxaki bethuna xa unemali zibangaphaya komrholo ngoku awunayo neCent still nazi nazo yhoooo ha.a ndicela uqalela nam bethuna😂😂😂😂😂
2025-01-31 09:12:56
1
Mono :
Okanye ufe once
2025-01-29 20:30:11
2
AsieNasie❤️ :
uqalele phantsi ibe i age yona ingavumi🤣🤣🤣🤣
2025-01-29 14:46:46
1
Dumza :
🤣🤣 Ndikulo wish ye Born-Again🙆🙆🙆 ndithetha nje
2025-01-29 13:43:24
1
Xoliswa :
Kunzima nhyani.....🤣🤣🤣
2025-01-31 15:40:41
0
austin :
Ei siyazama siyazama kunzima sesine BP singasesizalwe kabusha😃😃😃😃
2025-01-31 14:48:41
0
nondumiso mvulana :
hayi ndifuna ukuba yi born again 🤣🤣🤣
2025-01-30 15:00:24
0
mbalentle :
ngase ndibengulo nikhodimo ngoku yhuuu sana kunzima man😂
2025-01-30 09:35:07
0
user9347939656169 :
🤣🤣🤣Uyayiva ubeyi born again 🤣🤣ntsii kunzima
2025-01-30 09:31:00
0
xoli106 :
Kunzima sesikho mtaka bhuti
2025-01-30 08:16:22
0
tabisasinovuyomengu :
😂😂ndim lowo
2025-01-30 04:51:36
0
To see more videos from user @okagcaba_sa, please go to the Tikwm
homepage.