@newzroom405: [WATCH] Mzukisi Ndamase, the alleged mastermind of the family massacre which claimed 18 lives in Lusikisiki, asks to be uncuffed during court proceedings so that he can be able to take notes and argue his case as he will be representing himself.
Some rights need to be cancelled as soon as u r accused of certain crimes..Uyanya lo mgodoi
2025-02-17 12:02:48
410
Key-man :
uyawnidubula ninye kulo court ukhe nje namkhulua mark my words
2025-02-17 13:10:07
471
LesediKobi :
Mind you he is RED meaning he is a HIGH RISK prisoner!
2025-02-17 15:37:51
179
EYEPHONDO .... EC🔥☂️ :
To my opinion I think South African constitution was written wrong need to be change that's all
2025-02-17 14:16:00
72
Ryan Gurru :
He wants to escape this one 🤣
2025-02-17 11:23:36
89
KeneNomhle :
what was motive for this killing maar?????
2025-02-17 12:50:08
69
mpatho :
Usefuna ukubulala ijaji
2025-02-17 15:22:52
103
Nhlanhla :
He’s up to something, uyayazi ukuba kuphelile ngaye . Even if he can die akanandaba
2025-02-17 14:09:31
159
Fakazi Mdoda :
Yhoooo yandikhumbuza into eyenzeka e supreme court e Mthatha komnye unyaka....kwafiwa apho ngombayimbayi owaphuma kwi phepha lika KFC...
Uyonibonisa abantu🥺🥺🥺
2025-02-17 17:31:34
19
Lwandle ❤️☺️ :
bhala ntoni🫣suka ngk tolikelwayo😢
2025-02-17 12:06:57
44
Azukiswe :
bra ubulale uze ubulale nomntana mft! 😭😭😭😭😭😭😭😭😭
2025-02-17 12:40:15
58
Mtunzikazi🇿🇦🇦🇪 :
Yhoooo he really looks like usatana. Andimazi unjani but ndi sure unje
2025-02-17 15:12:25
16
Athi🌹 :
Isibindi salo mfana ndimoyika ngk ndilapha yooo
2025-02-17 13:46:23
61
baduza90 :
Usile lo popayi uzama iqhinga lo kohlutha umpu kwi poyisa
2025-02-17 18:48:36
62
Nkqizozo :
Kwa ixesha lokuthetha ubelinikelwa ntoni?
2025-02-17 14:13:17
39
@isphile wam :
ubhalana ntoni ufuna kwenza enye plan yobulala... niyoqena ukumsa Congo
2025-02-17 14:34:21
27
K :
unesibindi lo mntu yhooo
2025-02-17 11:42:21
61
ZarmarJorlah Mcelu :
noba zobhala ii minutes fr ubani ke u MR azincinci nezizandla zikhohlakeleyo
2025-02-17 19:48:26
13
Ms P :
Kodwa yhini ngathi kuzofuneka simfudumezele iyogurt very soon namarhewu🤔
2025-02-17 17:52:48
7
Mankwali Bhukula KaMkhwanazi :
Nteng nteng Macetyana, kazi abantwana babantu babekwenzeni nah🥲
2025-02-17 21:25:09
8
bongs1994 :
kutheni elityala lingaxoxwa ngaphakathi eJele? uyingozi lomntu. angacela ukukhululwa ikhona lento ayicebayo. 2 inintsi leDistance from Kokstad to Lusikisiki, anything can happen there.