@user943093653622:

user943093653622
user943093653622
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 13 March 2025 09:33:16 GMT
142595
6387
687
496

Music

Download

Comments

maramjoli
Mara/Mjoli :
Bulongwe free delivery 😏😏
2025-03-13 14:26:00
134
user4875881840120
siphokuhle :
No problem... Close the door thanks me later 👌
2025-03-13 19:06:54
3
mxolisibiyela04
mxovas :
😂😂😂😂free delivery polish
2025-03-13 17:56:38
2
musarh_gasarh
Musarhgasa :
😂😂😂😂Free delivery upholishi🤣🤣🤣
2025-03-13 18:12:39
0
vuyokazi.bkwn
vuyokazi bkwn :
in side like really ingene njani
2025-03-13 15:27:53
0
nyamzit5
nyamzit1 :
Akukhonto iyithethayo lenkomo qha ziyaphapha ezinkomo zama 2k 😂😂
2025-03-13 14:49:45
236
esongconde3
ESONGCONDE :
landani Abantu abadala nibangenise endlini
2025-03-13 13:17:40
232
dumasiko
Dumakahle :
khaniphume niyosabela iyathetha lento
2025-03-13 10:41:36
88
user9674218293360lili
Lisa :
Ningabulahli ubulongwe obo ubakhona udadobawo apho kokwenu makasinde ngabo kulandawo ayophuma emnyango nebala xa egqibile ayobugalela ebuhlanti okanye intombi enkulu yalapho kokwenu🙏
2025-03-13 13:33:22
67
rhoyi_masoka
Rhoyi Masoka :
Lenkabi kukhangeleka ngathi ingene endlini enkulu yayokuma entla kweziko kanye lulandawo ikhandela ubulawu bekhaya 🙏
2025-03-13 12:49:39
35
nyamzit5
nyamzit1 :
Ukuba ibiyihagu le ingene kulendlu inene ngeyibethelwe imbiza nesisu kodwa kuba iyinkomo kuthiwa iyathetha 😂😂
2025-03-13 15:57:24
11
mcwerha903
Mcwerha90 :
inoba idlozi ikhona elikukhulumayo inkomo ayivamisanga ungena endlini
2025-03-13 10:07:49
30
mrsmadouka
Masenzwa🇨🇬🇿🇦 :
Ngongena nje inkomo sekumele kuChithwe Imali, kubolekwa ama Loan . Le Nkomo iphambene qha nophelelwa yimali😏
2025-03-13 19:41:59
7
master10h
teacher :
Funa uxhelwa cz iyazibona izobiwa ngamasela usalibele kubuza zonda ntoni
2025-03-13 10:35:10
16
mhlangabezimfengw
Teenage :
🤣🤣🤣Kudala ekhala umkhulu uthi ulele emanzini🤣🤣
2025-03-13 10:40:56
12
phushpetile
PP EyamaGcina :
Iyathetha lento
2025-03-13 12:31:06
16
warren.com68
@warren.com :
you are lucky ngoba bakubonise ungekonakekelwa
2025-03-13 13:49:27
16
zimi3075
Zimi30 :
abantu abadala balomzi zange babiyiswe😌
2025-03-13 12:22:34
10
mzixaba1
MziXaba1 :
Niyakolota Xhego lungisani bayakhala abadala bafuna Ukungeniswa ekhaya
2025-03-13 15:12:49
7
exzo3314
exzo :
11/03/25 uTatu Nqevu uthethile ngenkomo engena endlini yogqiba ikake
2025-03-13 18:28:00
4
bhungane2525
Ayzzo0620 :
ithetha ukuba makusindwe ending
2025-03-14 05:45:58
1
myolisi.siqhomolo
Myolisi Siqhomolo :
beka ibhatyi egxeni uyosabela emaxhanti kuyathethwa nawe ...xa uphuma uyekwabaziyo makukhanyisele
2025-03-13 13:43:01
4
user7621809479620
Wara :
Umsebenzi wokubuyisa abantu abadala lowo nibaguqule ngbhokhwe nibangenise ngenkomo
2025-03-13 17:30:16
4
tgal6366
tgal :
😂😂😂😂Ilethe upholishi
2025-03-13 15:57:34
3
sibabaloveli582
Siba♠️ :
Xa kusithiwa ungenelwe ngamanzi endlini kuthethwa into eloluhlobo.... Zikhangele mfo wase mzini😎
2025-03-14 10:11:37
1
To see more videos from user @user943093653622, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About