@okagcaba_sa:

Gcaba's very own.
Gcaba's very own.
Open In TikTok:
Region: ZA
Saturday 12 April 2025 08:37:23 GMT
245587
26592
542
2608

Music

Download

Comments

zazamendu
zameka mendu :
Wish m daughter can hear this too😭
2025-04-14 16:17:33
15
sibongilekhalishw
Sbosh :
wish my son could hear this
2025-04-12 16:20:29
40
nosibulelo.tanyen
Nosibulelo Tanyeni :
kunjalo gcaka indlela ibuzwa kwaba phambili
2025-09-15 19:24:35
0
user41854674772608
Ziqelekazi ka Jonga :
Ingase uviwe ngulo wam umntwana, kubuhlungu ukuba ngumzali ngelinye ixesha 😭😭😭
2025-04-12 11:04:38
128
ndumisowam
ndumisowam :
Aaaahhh Bhut'wam. You saying exactly what our house father told us eThubalethu boarding school. I was 13years ngoko. I'm in my 40's now and this is soo true. Please keep inspiring me
2025-04-12 09:54:46
41
gogondlondlo0
Pheladi R :
Today you're not asking God any question?....🤣🤣🤣
2025-04-13 16:19:39
6
user5572087595661
Emmanuel :
Makhulu Lo Mazwi Kwaye Ayakha Mkhuluwa..Bonga xa usakhuzwa ekhaya ungakancanywa
2025-04-12 09:55:09
7
amahledime
Ntombie :
Lento bayenzayo ebazilini babo baseza kuyifumana ebantwaneni babo xa bengafuni ukumamela
2025-04-14 12:29:13
1
zwide.007
zwide 007 :
True brother
2025-06-02 17:46:30
0
jama62628
Jama :
Well said my brother👌👌👌
2025-04-12 08:57:00
28
madlamini.dlamini70
Madlamini Dlamini :
nyaniso emsulwa le abangoku abantwana xa usithi hay athi yena ngoba yooo kuthi mandikake shame
2025-04-12 17:48:24
0
othando17
Othando :
👌👌👌inyani emsulwa kwaye ayifuni nokuTolikwa... Ntoyakuthi injalo.
2025-04-12 11:04:51
6
maskhomo454
Maskhoma :
🥺Eish ngathi bangakuva abantwana bethu
2025-04-12 13:50:16
7
khumza162
Khumza :
Wathi omnye umzali uzandicinga ngenye imini ndingekho uzabe uhleli wedwa e toilet
2025-04-12 19:33:44
8
bookgustavoflorus
BookGustavo Florus :
WOW. very very wise words there bhutiza
2025-04-12 20:10:31
12
kefuoeasakhane
user20471882467335 :
sad truth aaaiiii😭😭😭
2025-04-12 09:18:17
11
andy_swart15
💞MamGiqwa💞 :
And izwi lomntu omdala 🤞🏼 uyobuya sele ukhala athi uMzali "NDANDITHENI KUWE?"
2025-04-12 13:52:49
5
nana_17270
Nandie :
I’m here today because of umamela abazali ❤️❤️❤️
2025-04-12 19:17:50
6
naye.yena
Naye &Yena :
ohh mntase inyaniso enje 😍😍👌👌👏
2025-04-12 09:13:23
5
user9097529472138
Katy :
Thank you..Say it louder
2025-04-12 22:41:21
4
user444p34
Mazet :
Eyy most of them bayo sikhu mbula silele ema ngcwabeni.Ngoku ngathi sophambene
2025-04-12 15:12:26
5
zoliswa_ngoza
Zoliswa Ngoza :
Yinyaniso emsulwa le uyithethayo...sinjenje kukumamela abazali...siyababulela ngk🙏🙏
2025-04-12 13:15:26
3
lamla.ngolo
Lamla Ngolo :
Injalo Bawo
2025-04-12 10:28:21
4
celesanisiwela
@that girl Saidee♡♡ :
sengathi kungafika ezindlebeni zabo nkosi
2025-06-07 18:42:31
1
beauty64439
Hlubikazi❤️ :
unyanisile bhuti ..owam wayesithi kum funda mntanam so that you will fight your battles that time I was young know nothing about battles but now I see all those battles I fight by myself
2025-04-13 11:04:47
2
To see more videos from user @okagcaba_sa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About