@newsnexussa: #newsnexussa #newsstories #southafricatiktok🇿🇦 #incaseyoumissedit

NewsNexusOfficial
NewsNexusOfficial
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 19 June 2025 05:31:41 GMT
80563
1299
101
24

Music

Download

Comments

elvismax00
elvismax00 :
I thought there will be a mass funeral
2025-06-19 07:59:20
44
ntontosiki
Ntonto Siki :
Can't they have a mass funeral yenziwe Ngu Eastern Cape Government... Bangcwatyelwe endaweni enye like a Flood massacre,kubhalwe amagama abo bonke kwi Tombstones... Then landawo yexhwayelo kutyalwe imithi yeskhumbuzo..
2025-06-19 15:34:26
14
cings94
Cingis :
They will vote ANC .. did you know Thabo Mbeki is rich, he has a foundation in Johannesburg and wants nothing to do with Eastern Cape
2025-06-19 06:14:58
13
toast7020
Toast :
surely they should be aided , it's a disaster . Politicians are going to eat this money 🙆
2025-06-19 07:49:06
9
user4800310326213
amish :
kwa rhulumente esiphetheyo akamazi umntu
2025-06-19 15:15:29
6
sindrish4
Sindrish :
Ngumabuyane ke lowo uyitye yonke loo mali
2025-06-19 09:38:58
6
zamanxuba01
zamanxuba :
ANC khohlwani bantase ngohlohla esabo abantu be ANC
2025-06-19 13:04:45
5
babsieobs
Babsie :
Jhooo jhoo uhlazekile umphathiswa wase Eastern Cape, jhiini Bawo abantu ukusokola kangaka besentlungwini.
2025-06-19 12:52:00
4
ntler_
Zintle🌷🌼 :
knt government akmelanga angcwabe Na😑
2025-06-19 12:25:46
4
user9207459991814
user9207459991814 :
I wonder iphy la 55 million bikhutshiwe....premier wase EC kaka nje yomntu ngenandaba nabantu.
2025-06-19 15:38:39
4
sthembiso.abednig
Sthembiso Abednigo. :
SA GOVERNMENT DONT CARE ABOUT SOUTH AFRICAN PPL,THEY JUST WANT OUR SIGNATURES FOR VOTING FOR THEM
2025-06-19 05:49:11
3
user3007019304961
silumko :
the only thing abayifunayo ngamathenda kuphela💔💔💔💔💔💔💔💔💔ANC
2025-06-19 14:35:05
2
mawawa10111
10111 :
weeeh zotyiwa inye lomali
2025-06-19 14:02:11
2
vuvu5077
vuvu :
ezinye comments 😭
2025-06-19 18:26:34
2
user7234566890
@Dweli.com :
where's hulumendi if its like this
2025-06-19 08:59:00
2
eugenegogs
Eugene🇿🇦🇿🇦🇿🇦 :
Funeral policies are important
2025-06-19 08:38:38
2
nonzwakazidayimani
Nonzwakazi 🇿🇦 :
It's the dam theeeee dam. Dam dam dam dam dam dam dam dam 😭
2025-06-19 08:24:38
2
monzasolomons
monza solomons💌 :
ohh Thixo makaniphe amandla ningcwbe kakuhle 🙏🙏🙏🙏
2025-06-20 09:00:31
1
radiza83
Radiza :
This is disaster urhulumente unyanzelekile bethuna yhiiini Thixo wam.
2025-06-19 09:49:37
1
omphemetsemodisa1
OE :
Thats ANC for u 🙈😭😭
2025-06-19 07:42:43
1
user9932323277413
Thembisa :
😆 ngamaxoki lawa bebethe bazakuncedisa nangoku baphi ngoku ifamilly icela
2025-06-20 05:06:32
1
minova.ibhaca.laku
MinOva iBhaca lakuGuqaza :
Imibutho aninayo na nina? Nahamba ninkqonkqoza nide nihambe nicela ivouchers?
2025-06-19 12:05:54
1
user72163214514806
Ms Bee😍 :
Zatyeba I mortuary ec
2025-06-19 07:05:37
1
nomfundisonomana
nyamie :
Ngase kum kungatyiwa kwakwezo funeral qha kugcwatywe kakuhle ibuhlungu nantsi into🥺
2025-06-19 16:45:13
1
xxlimakazzie120
nomkitha :
into eniyaziyo kuvotelwa aninaxesha labantu aba banivotelayo
2025-06-19 06:39:34
1
user4467016218592
sthaa :
xa ungayaziyo into omawuyithethe thula kuba aba bantu khange bayi plann e lento mabayifumane inkxaso xa ikhna
2025-06-20 07:27:11
0
khenandenandes5
khenande❤️ :
2025-06-20 02:24:01
0
toast7020
Toast :
we are talking about people who don't even have ids bethuna.
2025-06-19 18:26:21
0
lisolakhelakhe
pumza :
ubuza imibutho abantu besengxakin mnxm
2025-06-20 03:45:52
0
mandisamokoena6
MaDoffy Nkunku :
😭
2025-06-20 05:36:47
0
darkdindy352
Nizi Girl💕 :
😭😭😭
2025-06-20 07:21:19
0
user314315586613
Nini :
yazi khona umntu ovele abuze umbuzo obububhanxa ongathi yena ngeke ahlelwe yinto kusasa nguwe namhla ndim qhubeka ke ubuze obobubhanxa obungenangqondo
2025-06-19 13:43:48
0
veza96
Veza mazantsana :
😅
2025-06-20 09:35:53
0
andilezeka
Ace of Spade :
Tata uRhulmente ayingomngcwabi. ayingo masngcwabane
2025-06-21 13:05:09
0
nontombi02
ntombi :
Le mekho bethuna yekaGiverment yekelani kuye angcwabe
2025-06-21 14:22:13
0
funekvoqwdb
funeka Benya :
Yhoo poor government yebethuna makhe sivote xa kuvotwa Le ANC yomkhulu bethu iyasilimaza
2025-06-21 20:05:33
0
liyemasihlobo
liema :
I Voucher asiyonkxaso na
2025-06-21 23:13:24
0
vuvu1099
vuvu :
bethuni abantu kunyanzelekile urgumente angenelele yi disaster bethuna le okanye nitsho kuba abenu abantu bengekho kulameko yhuu hay suka ni heartless
2025-06-24 21:31:07
0
lathe_h2
Nokuza :
It was supposed 2 be a State funeral 4 bonke.
2025-08-01 17:00:00
0
xxlimakazzie120
nomkitha :
Noba ungena umasingcwabane ngekhe angcwabe abantu abangaka ndixelele if bayi 10 kuylomasingcwabane angekhea akwazi ungcwaba bafethu
2025-06-19 10:37:14
0
banelemancoba
PREACHER'S SON 🖤 :
ANC FOR U
2025-06-19 06:05:26
0
sothandokuhlembal
Sothandokuhle🇿🇦 :
It takes time to get funeral support from the state it doesn’t take a week , they must learn to wait the body won’t leave the state mortuary.
2025-06-19 06:47:52
0
lingsmrb2
Babes Nkombi :
bezingenobagcinela nje for free nabethunana
2025-06-19 07:22:28
0
user5992376249619
xoli :
inoba bayacela ngoba abanye bayi 4 kwi family' eyodwa
2025-06-19 07:28:01
0
robertmatlebyane
MP :
Nothing from government till this time how come where's the 700millions?
2025-06-19 08:02:22
0
phira.rawe
Phira Rawe :
nyamezelani zihlobo nifihle mzimba wena bulelani nje ub niye namthola mzimba eka rhulumente yona
2025-06-19 08:49:52
0
akonkole
ako :
u disaster makangcwabe bethuna ithini lanti lento yakhe
2025-06-19 09:31:33
0
sindrish4
Sindrish :
Yho abantu bakuthi beneyivotelela ntoni kodwa le anc kodwa?
2025-06-19 09:40:21
0
maxoli6266
Maxoli :
Kanti bebengazungcwatywa ngexesha elinye ngugovernment
2025-06-19 17:20:35
0
To see more videos from user @newsnexussa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About