@lungies__creations: Home sweet home 🏠 #fyppppppppppppppppppppppp #xhosa #umcimbi

lungies__creations
lungies__creations
Open In TikTok:
Region: ZA
Sunday 03 August 2025 10:04:11 GMT
215123
3374
96
366

Music

Download

Comments

luyanda.samente
Luya@84 :
ndawo azifani kodwa lengoma pha kuthi yombelwa xakuya nkwenkwe ntabeni
2025-08-04 14:29:33
9
phumezo34
Phumezo :
Yhoo exandeni ithini lento
2025-08-11 01:31:51
0
lungies__creations
lungies__creations :
Niyaphambana nonke nina ni comment bubhanxa apha nitsho ngoxweba
2025-08-29 07:42:14
8
xolisayena
Xolisa Mabheleni :
ayinongakhali iyaxoka xa nenzanjalo🔥🔥🔥camagu
2025-08-05 08:54:30
2
qhoqhoza04
qhoqhoza04 :
Kwaphunywa exandeni ekhona uRound kwenzenjani?
2025-08-19 06:45:13
0
ntandane2020
Ntandane🥰🩵🤍 :
Nanku u Nhiti esithi tsheee
2025-08-03 18:47:46
1
user71109174321911
AGo :
yhooo haybo yhintonile ingathi ingaphezu kwe qhina nje 🤣🤣😂yho kuselwa njani ?
2025-10-01 23:22:20
0
mamkhwanazi399
Mamkhwanazi :
bolekani lotata weworksuit noba libhayi
2025-08-04 17:59:34
0
zodwamakhaphela
Zodwa Makhaphela :
kutheni ningaphumi kwindlu enkulu hayi phofu imizi ayfani
2025-08-29 07:34:17
0
292299p3
Warren :
ikawusi ezi zezantoni
2025-08-03 20:34:20
0
nana.liwa
Nana Liwa :
Abesuthu soze ubabone beverage amasiko wabo kotiktok hayi thina sinesingqezu
2025-09-10 04:50:39
2
gcwanini367
Gcwanini :
😂😂😂Dabs kutheni bathwala ngomcimbe khaya
2025-08-17 17:53:26
0
blackshark24ngcal
BlackShark24@Ngcali :
Vathani kakuhle maXhosa ayibukeki lendlela nixibe ngayo tu✌️🇿🇦🇿🇦🇿🇦
2025-08-05 06:39:01
1
yoliswapatricia
Yoliswa Patricia :
Ayifani nyhani kuthi kukhululwa nezihlangu.intombi azithwali
2025-09-15 20:42:58
0
fikis006
fikis :
Somagwaza malivume iCamagu.
2025-08-17 14:11:14
2
user14546752214126
Yaya :
Bendisancumile ketana dikwe nje ngabantu abakhalela u Somagwaza abayiva tuu uba ithini ngaphandle koba iculwa xakusiyiwaphi ntoni ntoni
2025-10-25 13:06:59
1
phumezo34
Phumezo :
Oh ngu 4 kona
2025-08-29 13:24:00
0
veve7514
Veve 🟪💜 :
Kungabimnandi xa sele zikhale zonke Yhuu💃
2025-08-03 16:18:07
1
nolumanyanoteyise
N Teyise :
kutheni niphums. exandeni🙈
2025-08-05 07:54:30
1
user4772939455300
okwenam QANDA💥🎉🎊 :
Kwa kumnandi ekaya nge 26
2025-08-08 08:11:32
1
kolisi60
Kolisi :
hayi ndisendaxakwa kwayilengoma ayiculwa kusiyiwa emxantinti😏
2025-10-20 18:25:13
0
virtuoso.ornament
Virtuoso Ornamentalist :
izihlangu, nengubo emagxeni?
2025-11-20 05:45:07
0
lina73039
Lina :
Kuphanjenwe apha
2026-06-06 17:40:44
0
nziphazi2025
Nziphazi_Machi :
Kuphi apha
2025-08-04 03:59:57
0
To see more videos from user @lungies__creations, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About