Language
English
عربي
Tiếng Việt
русский
français
español
日本語
한글
Deutsch
हिन्दी
简体中文
繁體中文
API
Home
How To Use
Language
English
عربي
Tiếng Việt
русский
français
español
日本語
한글
Deutsch
हिन्दी
简体中文
繁體中文
Home
Detail
@kemetndabezitha: Part15 Umthi wokufa #xhosahistory #xhosa #umthi
Kemet Ndabezitha🇿🇦
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 07 August 2025 22:27:39 GMT
549591
26603
1072
2035
Music
Download
No Watermark .mp4 (
2.88MB
)
No Watermark(HD) .mp4 (
2.62MB
)
Watermark .mp4 (
5.85MB
)
Music .mp3
Comments
Perfumes Hub :
I've been told about umthi okhaligazi... I've never seen it.
2026-08-05 20:19:22
0
Nj-black_Mzamo :
Lulwimi emini olo
2025-08-08 09:02:59
101
chu_jantjies :
Uphi lomthi ndifuna ufa 😭
2025-08-08 12:58:56
283
Qwathikazi🎀 :
Undawni lo mthi??? Tata phendula msinya torho😭😭😭
2025-08-10 14:19:08
9
Penelope Mdima :
Umdlebe not Mdletye
2025-08-08 16:59:23
27
Empress Wendy :
Mdletye= Mdle+ Mtye…🫥
2025-08-08 10:24:49
28
Ta Spice :
Akancanywa yena umntu or kufuneka inja ne bhokwe qha 😎😎khona someone endifuna umsa pha emthini
2025-08-08 13:28:43
7
Sgcw Gcw :
kodwa funeka uzazi ukuba uzincamile...most important part of this content
2025-08-11 16:56:12
5
Terabyte :
Ayikho lonto 😂
2025-08-08 05:30:40
35
THOLELENKOMO :
Umdletye-isiXhosa Umdlebe-isizulu xa umntu engazi into ekuthethwa ngayo abothula,nibadala for ukubehaver okwabantwana basecreche
2025-08-08 11:20:50
216
@Sogoni :
uyaphosisa ubawo u Nqevu uthetha undiva.. akawazi umdlebe😂😂😂
2025-08-08 05:28:28
6
Nzonya Athi Aphiwe King Tita :
Ndingawukha ngeRobot kuba alinagazi😂
2025-08-08 05:13:26
28
wawa :
so lantonga ngeke ikudle kengoku 😳
2025-08-08 10:47:45
11
Step Father sezwe lonke :
amanga awubulali umdlebe😂😂
2025-08-07 23:50:45
17
NM Mildred :
Akaxoki tu umntu wasekhaya eMantusini ukhona akadoda mabini aya ashiyabafazi ngemva b,Babuya abobafazi bengenamadoda efile amadoda omabibini eSajonis
2025-08-10 14:16:29
5
Mzamo PK :
Ndiyawufuna lomthi ngokukhawuleza okudibene nokungxama 🤣🤣🤣
2025-08-08 23:01:07
6
Jongisizwe :
So ubawo uMawawa naye ukholelwa kulentsomi ngomdlebe?😂😂😂Hayi I give up🤦♂️
2025-08-08 07:41:51
6
Andile_matsha :
wawukhona apha lalini yam
2025-08-16 01:46:09
9
Mamthimkhulu♥️📿 :
akho ndawo yamaMpondo or amabhaca ongenawo lamthi nalapha Ntabankulu ku Gomo ukhona
2025-08-08 14:53:47
19
siya mpengesi :
bubuxoki maan lento yalomthi
2025-08-09 05:18:35
8
msawenkosi Mthombeni :
yaxoka Tata ngoku
2025-08-08 08:57:28
21
Vee :
wabiyelwa ngubani🤣🤣🤣
2025-08-08 11:14:36
53
Magaba :
yinyani emsulwa.leyo lomthi xa uwuxabele uphuma igazi
2025-08-08 12:30:05
8
Mtonga :
Ngubani owubiyelayo
2025-08-08 05:13:29
110
mtura24 :
ENtabankulu ukhona
2025-08-08 06:54:41
68
To see more videos from user @kemetndabezitha, please go to the Tikwm homepage.
Other Videos
Que real PUAJAJA #humor #amistad #fyp
Ya Allah Hum per b Raheem kar 🫴#hairgrowth #longhaircare #korean
من و اون #viral #fyp #foryou#me#us
Tôi thấy tôi sai. Nhưng ae cần quan tâm đến sự kiện lần này nhé #dubaicare #dubaicaretayho
#haaland #erlinghaaland #fyp #worldcup #albino @Erling Haaland
#ابها #capcut #ترند_تيك_توك #المصيفين_ابها #ابها_الان
About
Robot
API
Legal
Privacy Policy