I think business owners are gonna have to invest kwi website at some point
2025-08-08 15:07:18
236
Anitha Mthiyane :
Inoba personal number yakho wayithatha ngalamini usibonisa screenshot ku live bayathakatha abantu😭🤚🏿
2025-08-08 10:35:11
219
thabi_Shozi Chwayita🙇♀️🙌 :
At least finally ndiyakwazi unohlukanisa noNurse ngoku uNurse uze umxelele ukuba andikakwazi ukutya oko after la live yakhe yekaka yayizolo 🤮 🤣🤣🤣
2025-08-08 10:34:03
166
zwaah_ :
I think mna Omila since iyi business le, you should start doing refunds like these companies, and make refund take 48-72hours, utsho ukwazi ukuqinisekisa of these payments.
2025-08-09 03:42:58
100
yaya❤️ :
ndike ndasiva esistorry sakhoo sis but uxoloo
2025-08-08 10:21:06
26
Phumelela Dubeni :
Same thing abayenze ku Asiphe Roundy lo uthengisayo naye. Yade account yakhe kwa Capitec ya block.wa.
2025-08-08 10:50:04
95
Pelma89 :
oh mama ixolo ntombi🥹♥️
2025-08-08 13:23:35
20
Okuhle Notayi :
Omnye uthi kum I fown Ayisebenzi kodwa xa ifika kum uyasebenza 😭😭😭
2025-08-08 10:02:50
77
:-Joy🎀 :
“Oh mama” uxolo ntombi😭
2025-08-08 14:01:20
51
tumiefaku :
“Ooh Mama uxolo ntombi 😭”
2025-08-09 00:53:10
24
Sibahle Ntsizakala :
Kwi true caller kuvela u Mthuthuzeli Nonyukela… u locke profile ku facebook
2025-08-08 12:32:38
23
kude :
thixo bangcolile abantu yhooo😭
2025-08-08 12:29:53
18
Atouchbyfifi :
Hayi why ezobiza igama lam bawo😭😭😭💔
2025-08-09 06:03:24
11
A S E M A H L E :
Hayini wena 🥺🥺🥺Yho abantu sana
2025-08-08 10:05:12
26
Nani’s world 🌎 :
Ow wenzekelwa yilento Asiphe sana yoo bawo🥹🥹
2025-08-08 12:55:45
22
ALU🌻 :
Can you try using I laptop for WhatsApp to see ba uzo freeze.a na!