@unolalingalo: 👑❤️ Aaaah Nomabandla Ubugqirha bunyulu. Ubugqirha is tailored to umguli ngamnye. Ubugqirha akufaniswa;akufaliselwana ngabo. Umntu owenza into ayithandayo nomntu owenza lento ayithunyiweyo akazitsala wena xa kufuneka ephendule, phumani ke ekwazini izinto eningekho kuzo. Phumani ekwazini izinto eningazaziyo. #TyhilolezizweEra #NobuchuleBezihlwele #IplaasElihleLamathambo #Ngomakazi #Unolali
Unolali Ngalo
Region: ZA
Sunday 24 August 2025 20:27:08 GMT
Music
Download
Comments
Steven Wonga Henry :
othi abantu abadala abekho unxilile 😏
2025-09-10 05:04:51
32
Vuyisile S :
hay video emzini omkhulu kumsebenzi obaluleke kangaka? seniwumoshile lomsebebenzi umlambo omkhulu awuyenziwa lonto in fact lo uyangwayo nimbulele nge technology le niyithandayo
2025-09-10 12:17:21
20
Phelo :
Camagu 🤝
2026-03-29 15:01:41
1
Mihlali :
“Kodwa ubumnyama bokuzalwa kwakhe emnyama bungadedi bona” Eyy🥺
2025-09-14 05:36:56
12
olwamponi :
Chosi
2025-09-06 21:06:23
1
joy Mabulu :
😂😂😂😂mntu osindiwe ngowunga yingeni wena lempilo ukholwe la ukholelwa khona thina siya kumasiko culture yethu lena simkhonze uThixo
2025-08-25 15:12:25
15
Tshangisa :
kodwa tatam uThixo akubeke ndide ndikubone ngeliso lenyama
2025-08-25 17:25:07
7
Nathiz :
camagu 🙏 🙏
2025-08-27 06:54:52
1
Awoluko :
Ohh ndiyamaz Tatu Ngalo no mamu Ngalo ndandtanda babona ape Kapa ndisabathanda abazali
2025-09-12 09:22:03
1
Ayifakwa olamthuthu lento🏴☠️ :
Ndiyangqwena ukubona uTata umaya, ndicela iDirections mna ndibgowaseMtata🙏🏻
2025-08-29 04:37:05
4
likhanye :
Camagu 🥰🥰🥰
2025-08-27 10:51:09
1
nokhanyo mfokazana :
camagu tata
2025-09-18 14:56:23
1
user862594323529 :
Camagu 🙏🙏
2025-09-16 06:44:20
1
simlindile fetumane :
Amen
2025-09-17 16:44:28
1
Mam'AFRICA78 :
ngulo tata wase Cofimvaba lo?👏
2025-09-07 14:24:59
6
Gina @06 :
Camagu 👏👏👏
2025-09-09 20:46:18
1
siyaa :
ngasendimbone ubuso lo tata fundi comment zabantu
2025-08-29 09:35:40
3
Mzantsi4Sho@RSA :
Camagu
2025-08-26 04:15:07
1
Bongani Mngxaso :
Camagu
2025-08-26 20:23:57
1
Lindiwe Maguba :
Camagu🥰
2025-09-06 19:04:37
1
userAnsalovYearly :
camagu💪
2025-08-25 02:45:11
2
Nomzi Ndulukani :
Camagu kunjalo tata
2025-09-08 15:42:35
1
nako zandy :
owuu syacamagusha zihlwele 👌
2025-08-26 12:45:26
2
K O N D I L E G A N D O :
Camagu 🙏
2025-08-24 20:54:24
1
@ mancilashe.com :
Cagwini 🥰🥰🥰
2025-08-27 12:50:55
1
To see more videos from user @unolalingalo, please go to the Tikwm
homepage.
© 2021-2026 TikWM. All rights reserved.