These candles are giving me hope that konke endikunqwenelayo kuzawhamba kahle❤️
2025-09-05 01:31:06
51
Morwesi_Ncedani :
Ndiyayithanda kodwa indenza emotional even now🥺🥺🥺
2025-09-05 18:46:10
4
ZAI :
This is beautiful 🙏 please can someone explain to me in English what this gathering is about....it's so peaceful,I actually feel tingling and light 🙏
2025-09-05 15:48:20
14
Sharon Yolanda ntsamba :
ngaske ndisitsho isikhalo you so powerful mama . I can't wait to meet you..🙏❤️I have a feeling UBA zolunga ntozam .ndikuphupha Oko nangona ndingazange ndakubona ngokwenyama thixo akugcine mama 🥰 . cela undibeke emithandazweni ndiyo funa umsebenzi ngomso .
She's gifted uMakaAmyoli❤️...yilanto kuthwa she's the chosen 1 hay Dlangamandla ungochongiweyo for lento yempiliso🙌🏽 I hope bonke bebenyathele apho ifezeke iminqweno yabo,kukhanye ebomini babo🙏🏽Camagu Tolokazi✨️
I was there! What I noticed is that amandla wam asemthandazweni ndithe ndothandaza ndiphethe le candle I could feel ithongo lam! I felt the presence of Ithongo lam ngethemba ndiyathemba ndizoyibona indlela
2025-09-05 16:56:12
13
Oka Tyesi Macocobel 🥰🥹Nozulu :
i hope ngobona kwam le video my life will change for the better, akunzima andisokoli that time ndinabantwana abajonge kum. camagu makukhanye nakuthi