@kwakhanyankwali79: Mama🥺🥺#kwakhanyankwali79 #xhosanation #sama28tiktok❤️❤️❤️🇿🇦🇿🇦🇿🇦 #xhosanationtiktoksa #trendingvideo

kwakhanyankwali
kwakhanyankwali
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 23 December 2025 05:11:38 GMT
1848675
171554
1762
907

Music

Download

Comments

lwakhe056
Nondwe :
So abantwana bethu can't wait to see us after that 😭😭owam uthi wava nge voice ndililizela wancuma phantsi kwalangubo 😍oh kodwa
2025-12-23 18:44:30
5259
nol_480715
Nol_480715 :
To the world, he is a man. But to his mom, he is a baby🥹🥹🥹
2025-12-23 12:36:37
9689
thandokazi.malifa
Thandokazi Malifani :
Sendikhaliswa nalento bonus yam ingekangeni
2025-12-23 12:08:59
3422
yongama.n
Mr. & Mrs. S :
Ungayenzi ke sana into yokucinga uba ndililiswa nini, amehlo am awekho right.
2025-12-23 11:08:28
6550
nosiphomabhodla2
Mpho :
2 days before abuye owam bafazi ,😥ngase ndingalili mind you ke nguye yedwa 😥
2025-12-23 12:35:54
2895
punkiemofokeng83
punkie183 :
jokes on you, I planned on crying vele today🥺😭😭😭😭😭
2025-12-23 08:29:38
1478
ndlovukazy8
Ndlovukazy🐘👌💕 :
Umenze proud umamakho nyana❤
2025-12-23 11:30:16
858
luntu.buyiswa
Luntu :
sendikhaliswa nayi laybye endingekayikhululi🥰😭
2025-12-24 14:26:52
183
siliziwe569
Zovuyo :
Kubekho umntu ofuna ukukuphuca this moment nosana lwakho 😭😭
2025-12-24 04:12:05
889
velie18
Velie ❤️❤️❤️❤️ :
Wandicingisa mntam last year... Wathi xa egqiba kunxityiswa.. Wacela umamakhe.. Wandinika hug owawuyiva uba kudala efuna unina wakhe🥰🥰🥰🥰Tsiiii ukuba ngu mama kodwa😭😭❤️❤️
2025-12-23 13:56:19
518
zwedala3
Mamnyandube Xhanga Zwedala :
yhuu guys this bond kanyana nonina is killing me crc like ndiyalila ngk sendinala filling yam nxt yr owu umntana🥺🥺
2025-12-23 10:23:04
306
setunjengele
sipho mom ka akha :
ndikhaliswa le yoba owam usena 4 yrs🤣
2025-12-23 19:36:22
103
nikkisaki5
Nikki Saki :
Ow maan nkoc yam ndase ndalila coz next year June ndim uyangena unyanam,akasekho nalo tata wakhe😭😭😭😭😭wasishiya ndase ndabuhlungu ngku kdwa akuna
2025-12-23 11:26:34
28
aseigh.17
Aseigh 17 :
Ndim Naban Abadliwa Yinimba 🥺😃❤️
2025-12-23 12:51:01
141
manjokweni3
Manjokweni🇿🇦🥳🥳🥳 :
ow this moment iyakhalisa
2026-01-20 10:32:06
25
saidawabantu
saidawabantu :
yhooo zavelan zehla nyembezi Kum ngoku ndiyindoda gys😭😭😭
2025-12-24 15:59:51
12
user5666356816107
user5666356816107 :
❤️❤️owh ndadinjalo kowam sana wamkelwa ngabantu badala owam bathetha naye
2026-01-13 15:38:59
6
zukihlekani
zukie :
yhoh betuna kunzima uba ngu mama
2026-01-30 01:34:16
6
0hlabanisa022
Bhele :
.eish ezinye ingane zine lucky owami umama washona ngina12yrs ndiye entabeni engasekho,umhloniphe umamakho mninawa nathi siyabawela ubanabo again💔💔
2025-12-25 08:22:15
26
user51272413396723
bucie :
I can't wait for my son to come yho mge 31 congratulations sisi ubuyile u boy
2025-12-23 11:10:12
159
sinike46
sinike :
Ungasixeli kwedini suke andakuthemba😂😂😂
2025-12-23 20:52:21
390
oscarinaoz
oscarinaoz :
bayabuya nabam in 4days 🥰🥰🥰👌
2025-12-23 17:31:55
49
sinelizwi116
Sinelizwi❤️❤️ :
I saw my cousin coming from entabeni he looked traumatized and he was never mentally ok after that .. I understand why mother’s celebrate like crazy when their babies come out alive and okay
2025-12-26 13:50:46
149
user72407047413611
Ncumo😊❤ :
Twins zika mamam xeim😭😭mama wasweleka lamini Kanye babuya ngayo ohh kwakumuncuu andfun ngatsho akuxoleki tuu zange ababone abakhe💔💔
2026-01-18 09:55:23
5
slush282
slush694 :
niyasililisa bethuna 😭
2025-12-26 03:10:14
6
To see more videos from user @kwakhanyankwali79, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About