@nozumayoli:

Nozuko Mayoli
Nozuko Mayoli
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 16 January 2026 03:45:40 GMT
1585
87
8
6

Music

Download

Comments

sabatina164
Sabatina :
Sisi abantu bakhohlakele phadlapha I'm working for this company in Cape Cape for 8 years now and ke sebenza nabantu from deep part of Eastern Cape bathanda amayeza amdaka they been trying their luck but with the Grace of God ndiselapha masikhokhelise ngomthandazo If God before us who can be against us 💪💪💪🙏🙏🙏
2026-01-16 05:30:38
0
ntombozukomafani
NTOMBOZUKO MAFANI :
mna ndaphelelwa ngumsebenzi, ngento endingazange NDAYENZA. ingxaki mna bendifunameka kuyo yonke position emsebenzin then Gal ofika ndiphaya kula msebenzi wandenzela iyelenqe kokuba Imali ndingakhange ndiyibe. ndizamile ucacisela boss yam but yayingafuni nokuva yabe uyaphela umsebenzi oluhlobo. nalo ndithetha ngaye uyakhonza St John's church but ndazibuza ukuba kula cawa akekho nomnye umntu ombonileyo ukuba unentliziyo emdaka
2026-01-25 11:30:09
0
zemsii23
zemsii :
yhoo Sisi bakhohlakele abantu esihlala nabo ekuhlaleni,omnye ade ayobuza UBA umntu ungene njani emsebenzini,I was victim yalonto nam
2026-01-18 14:10:46
0
user67182730117981
_brendamani :
cc Thina Bantu bamnyama sikhohlakelene nakwifamily zethu umntu ufuna uphuhla yedwa sigobe phantsi kwakhe soze mna
2026-02-10 12:18:46
0
queenb62682
QueenB :
Kubuhlungu va
2026-01-26 14:13:36
0
spakura0
Spakura :
Yhooo!! Umntu ukhohlakele.
2026-01-25 09:37:46
0
thepastmeetspresent
The Past Meets Present :
😳😳😳😳 that's cruelty at its best, Iliso liya bona
2026-03-18 06:33:21
0
john.henry275
John Henry :
🥰🥰🥰
2026-05-26 02:58:40
0
ntombozukomafani
NTOMBOZUKO MAFANI :
😳 ngumona sana
2026-01-25 11:23:36
0
To see more videos from user @nozumayoli, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About