@lhalha_matshezi972:

Lhalha Matshezi
Lhalha Matshezi
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 03 February 2026 09:59:00 GMT
74311
3303
153
762

Music

Download

Comments

sim_078
Sim_mtengwana :
Maybe Matshezi sisi, enye ekufuneka uyicacise yile yokuba xa umntu efika kula questionnaire, umntu makaphendule zonke eza questions word by word angonqeni ubhala. Please they must make sure abafaki "See attached or refer to attached CV". On will be disqualified even if they meet all the requirements... Ndiyithetha ngamava lento, indehelele mna ndi apply(e) for Senior Foreman position and I was disqualified coz ndithe kula question ethi explain 255 words experience yakho ngale post, ndathi please see attached cv.. Hayke yangu hambha Khaya.. Please abantu mabafake yonke lento ifunwayo noba umntu cv uyifakile.
2026-02-10 13:48:05
17
simply.ata
𝒜𝓉𝒶𝒷𝒾𝓁𝑒.🌸 :
Hi , how do you know if your application has went through?
2026-08-22 19:44:40
0
lusanda_malusi
Lusanda Malusi🇿🇦🇿🇦 :
Ndabanceda nge assessment yhoooo ababukela kwalo video bayifuna kum esqwini every time they are called for assessment 😂😂😂😂😂
2026-02-04 07:42:49
9
anatinatalietayi
Anati Natalie Tayi :
It doesn’t allow me to upload my documents. Am using my Phone
2026-04-28 07:36:41
1
thandokuhle750
Ta Lisa woJambase(Mfene) :
thanks chomie I created already and it doesn't even take 2 minutes
2026-02-12 04:55:12
3
kuhle_14
Kuhle_14 :
Oh enkosi cc qha ndisokola kulandawo yo attacher documents azivumi tuu😳
2026-02-03 11:19:08
3
mnyazana3
Ntosh Mnyazana :
Hi cc if you forgot your password wenza njani
2026-03-20 14:08:10
1
sanele.hlumani.to
Sanele Hlumani Tokwana :
cela xelele ndiye kweziphy setting ngoba xana ndi apply veza lento
2026-08-21 13:22:54
1
sim34771
Sim :
xolo mbhem usinceda kangaka
2026-02-03 14:49:10
6
togu945
Valdez :
Hi cc ungakwazi ukundinceda, andikwazi kungena apha im currently working Kai EPWP, xa ndizama ukungena ithi password incorrect
2026-02-03 19:48:12
1
mntungwah5
MNTUNGWAH ❤️🌺👌 :
Hi Cc eii ndakhe ndayenza but now ndalibala bcz kunzima uku log in andazi bah ndingecedakala😥😥😢
2026-02-04 10:14:56
3
mamthembukazi2
Mamthembukazi :
nkosi mntase ndiyenzile kakuhle futhi ngalendlela bucacisengayo but ithi sendi registered already but ndalibala ntozam zoLongIn cela undincende sthandwa ngazifumananjan
2026-02-03 16:27:01
3
luphawulanga
Luphawulanga :
Asoze Matshezi ngulonyaka I think basifundile isifundo last year
2026-02-03 12:02:27
2
lwethu.sash
Mdange@kaTshiwo. com :
yhooo ayninzi into eyenziwa apha yhhhooo
2026-02-26 06:25:22
1
nkwalie7
nkwalie 7 :
Danhko
2026-03-31 11:16:39
1
xhentsekitchen
Xhentse'kitchen :
Nkosi cc wam Done🥰🥰🥰 @22 H44
2026-04-14 20:44:24
2
ringo.mphefu
Ringo Mphefu :
enkosi sisi♥️🙏
2026-02-25 22:32:30
1
nosie4408
Nosie Mafaku 💕 :
Enkosi nangomonde wakho🙏
2026-02-04 14:09:54
2
mrtf37
Mr T.F :
Mna ndinayo but andikwazi ku apply, vele ngayazi noba iyile or not 🙆‍♂️🙆‍♂️🙆‍♂️
2026-02-05 13:53:17
1
ayabulelagwantsh
Aya Gwantshu :
uyifumana njani password xa uyilibele
2026-02-04 22:01:49
1
ntombentle.yamant
Ntombentle yamantande😍❤️ :
I have been getting emails ezith they got my application but soze ndibizwe nakwi assessment😩 inoba yintoni endiyenza wrong?
2026-02-14 11:40:28
1
ma_funy
Magxubane♥️💖🌹🤍MamXesibe :
Enkosi Mntasekhaya 😍 kudala bendime entloko ndicela uyi saver ndiyifake kwi WhatsApp status yam mntase ☺️😊
2026-02-03 15:19:47
1
2kela1
2kela :
Umntu ozomenzela lovideo noba uthukiwe ndim , andikubuzi ndiyakuxelela okanye uyakundibona endibhinqe ngayo
2026-02-03 10:46:31
2
zenandeee6
123 :
love you nono
2026-02-04 12:26:15
1
masithobelane.rol
Masithobelane Roli :
Enkosi cc 🥰🥰🥰🥰
2026-02-12 02:16:17
1
To see more videos from user @lhalha_matshezi972, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About