@xhantilomzi.tyind:

Ta_Ocean Xhantilomzi Tyindyi
Ta_Ocean Xhantilomzi Tyindyi
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 26 February 2026 18:00:45 GMT
29666
1499
522
246

Music

Download

Comments

siphamandla5e
Power :
Kutheni ingathi uthetha ngawe nje apha mkhuluwa ndiva nge ndlela le ucula ngayo spices
2026-02-27 05:07:42
35
mamiya216
Mamiya💍❤️ :
yhoo hayi kodwa niyakhohlisana bantu bangotata😂😂
2026-02-27 03:49:04
18
mzugo.mg
Mzugo MG :
I vote for you in our next mans conference 🤭😂😂😂😂
2026-03-02 20:57:32
1
ntsantsa8
Ntsantsa :
Wena uyilendoda isokolayo inezandla
2026-03-02 16:50:37
6
madiba543
Madiba :
hayi mkhuluwa ulibele ukondlula nohlambizitya🤣🤣🤣
2026-02-28 00:48:52
0
ndlangalavu_roger
Roger :
🤣🤣🤣akho spices igazaziyo kondwa yindoda
2026-03-06 14:13:39
0
xolis39
GROOTMAN :
On goal le
2026-03-25 15:38:03
1
user5108169655594
mabhuti tips :
😂😂😂ungalwi bhuti satya ivamna
2026-03-07 14:12:02
0
lontshohairsal4
lontsho hair salon :
😂😂😂😂😂😂😂imbiza ezine♥️
2026-02-28 23:59:20
0
princess.hintsa
Tk Tshawekazi Kedama :
Ubakhuthaza kamnandi😂😂😂
2026-02-28 15:55:25
0
siyandaduba
Ta msiyana 👆 :
Ngathi utsho apha kum mkhuluwa kwaye andibethelwa nangu Ree! as long ndisaz ukuba andiphekeli ndangavaseli namankazana kakade coz ndiphekela lo owam umfazi nabantwana bam.soze klk ndilambelwe zintsana zam ngenxa yonqena or ukuyika ukuba nnditabanekile soze! nasi🤞
2026-03-03 05:50:35
6
mlee14mago
MLEE14🇿🇦 :
"Why uzazi ezizinto Mkhuluwa?" 😳😭😭😭
2026-03-05 12:24:13
5
zovuyotyuka
Vovo ka zane Foca 💍💕♥️🔥 :
awzutukwa ngumntuam cz uzenza zonke ezinto uzbalayo😭😭
2026-03-10 19:03:17
1
babalomaqina78
mzito🇿🇦 :
Eyesine yile yoba ubuso bugcwale intshebe kodwa uthethe ubuvuvu. Ubuthethelani ubuvuvu uyindoda?
2026-02-28 04:07:57
13
usersimra18
Simra :
zonke ezizinto kuphekwa ngazo zaziwa nguwe kodwa uthi awupheki wazi o ground corridor no paprica kutheni ngathi nguwe lo olapha🤣🤣🤣
2026-02-27 10:22:50
5
di81ka11
Still :
Kutheni wazazi kangaka iziqholo🤣🤣🤣
2026-03-04 18:13:54
0
zuzu7961
Zuzu :
Hayi nyani😂😂
2026-03-03 07:15:41
0
khlubi
K-Hlubi :
Enye yintloko emboxo
2026-03-03 18:52:55
0
lontshohairsal4
lontsho hair salon :
unyanisile kodwa bhuti iyandidika indoda ephekayo tabanekile😂😂😂😂😂😂😂😂😂
2026-03-01 00:00:18
0
lontshohairsal4
lontsho hair salon :
ndikombhathe nge ntongaaa😂😂😂😂😂
2026-03-01 00:00:47
1
lontshohairsal4
lontsho hair salon :
yhoooo uyadika bhuti nibambene ngezandla😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂😂
2026-03-01 00:01:45
0
dee242027
Dee❤️ :
Emqashweni uzowashelwa ubani
2026-02-27 14:10:56
0
masdul.ocute
Masdul 'Ocute # MaRhadebe :
Hai Ocean hai bafundisiwe ngo mama babo abanye abantwana tyhiniii lonto unawo nomona ngabantu abathandanayo
2026-03-04 12:27:49
0
user80706054192984
Raza Earz :
ndiyihlamba hurre ndiyapeka klk yapunuzwana ngase ndibe ndiyityisiwe ke🤣
2026-02-28 06:35:12
0
xmpande
Poomza :
😂😂😂Hayi man nguwe lo🤞🏽, sikubhaqile 😄 wazi noo corriander😳nguwe man umaster chef😄
2026-02-28 06:51:36
0
To see more videos from user @xhantilomzi.tyind, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About