@busiswa_budubam: Siphuma kwisi Zalo esinye sika Mama wethu kodwa umnqa lo mntwana ukhulele kum, ndimbeleka oko wahlala nam eno Nyaka 😂😂😂 sisi zizakubanga izihlwele zakwa Bam wena 😂😂😂😂😂😂 kaloku inkobe ziyaxoxa
Busiswa Budu Bam
Region: ZA
Monday 09 March 2026 10:31:09 GMT
Music
Download
Comments
❤️Khanyeh ❤️ :
Yi first born yakho Lena Gogo🥰🥰🥰🥰🥰
2026-03-09 11:33:02
330
Amanda :
Ave muhle love you gal friend
2026-03-09 18:27:42
158
Dee :
oww ndahlala kwabethu 3 n joined ur prayer ,uyaphilisa mama n team🤗🤗🤗🥰
2026-03-09 10:42:41
114
zinzi :
Ndim nababani abayiphindaphindayo le video kagogo nge 9/03/2026 oh gogo niphiwe 🥰🥰🥰🥰🥰🥰
2026-03-09 14:48:20
264
Siphokazi.J@maMabhayi :
kaziba ndikhalelani kengoku mna😭😭♥️♥️♥️😍🥰
2026-03-09 11:15:58
26
Nanqa :
Umntu no cc wakhe methuna 🥰🥰🥰
2026-03-09 10:50:49
36
👑MaMiya...Nomthandazo♥️ :
Connection ka Gogo no Ntombethongo yenza ukuthi ngithande kakhulu abantwana bakith🤞🏼🙌🏼♥️🥹
2026-03-09 14:21:48
16
Nokuthula Afrikaans :
Ndonwabe ngathi ndiphiwe mali bekumnandi❤️❤️❤️
2026-03-09 11:05:32
8
Vuyiswa :
into endinithanda yona ayinasiphelo❤️❤️
2026-03-17 21:16:43
0
Phumeza Yenge :
Undixhentsel Kamandi usisi wakho gogo 🥰
2026-03-09 13:17:38
9
Nico :
Oh Gogo ngathi ungu Asi ezingalo xa exhentsa❤❤
2026-03-10 02:38:55
11
Maboh Mhlonyane :
Gogo ndicela kuvuleke mama ndiwfumane umsebenzi ozondibhatala ngcono ozobasisigxina🕯️❤️
2026-03-09 10:49:07
5
nolitha360 :
Into ibilapha ninani❤️❤️👌👌🔥🔥🔥🔥
2026-03-09 12:37:31
5
iviwefeya :
Ngase ndiyibukele oko 🥰😍😍🥰
2026-04-15 18:36:00
1
@Ban_ele :
Senzelinceba iyooo 🥰
2026-03-09 15:33:08
4
Azariah🇿🇦 :
Yhoooo hayyisuka ndiyanithanda nobabini❤️
2026-03-11 19:08:13
1
@yothando Batayi22 :
camagu gogo
2026-03-10 17:54:47
1
delisile joyisa :
Camagu bomakhulu syathokozisa🥰🥰🥰🥰🥰🥰
2026-03-16 09:21:28
1
Likhona Gaven :
i was happy ukuthetha nawe sgogwana uhlale wade wahamba xa kuphele abantu awafuna uhamba noo lisa uthi awukwazi ushiya umntu wakho sgogwana.❤️❤️
2026-03-09 11:09:27
10
user96578037654971 :
Umntu no dade wakhe🥰🥰
2026-03-09 11:13:11
7
Madikela :
Ayy yahlasimla aMamkwayi madodo❤️
2026-03-17 14:58:47
0
hlalumii :
Ini eyasebhayi ntlombe gogo♥️
2026-03-10 19:20:54
2
Nandipha Menze :
kazi ndingena pi andisalili Gogo🫂
2026-03-11 17:15:21
1
Lommy :
🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰
2026-03-11 12:09:09
3
Ntombie29 :
What a combination, sending love from Zimbabwe 🥰
2026-03-09 12:48:12
2
To see more videos from user @busiswa_budubam, please go to the Tikwm
homepage.
© 2021-2026 TikWM. All rights reserved.