@christchelle_auntyrhuu: Bulelani Ku Yehova 🙌🏾 - 37th Psalm Album ___________________________ Bulelani kuYehova, Kuba elungile; Kuba ububele baKhe Bubobaphakade. M' atsho amaSirayeli, Iindlu zawo zonke, Athi, ububele bakhe Bubobaphakade. Ndamemeza kuYehova, Ndandisengxingweni; Wandinceda wandibeka Endawen' ebanzi. Ingecala lam inKosi, Andisokoyika; Ingasuka ithi ni na Le nto umntu kumi? Ingecala lam inKosi, Iya kundinceda; Indincede ngokumnandi Kwabandithiyayo. Ukuthemba uYehova, Nokuphepha ngaYe, Kuko okulungileyo; Kungathenjwa bantu. Ma ndisinde ngaWe nKosi Undisikelele! Ma ndiphumle ngaWe nKosi Undithamsanqele. Amen
Christchelle AuntyRhuu
Region: ZA
Tuesday 07 April 2026 15:35:59 GMT
Music
Download
Comments
Nomvuyo :
Wow I really enjoyed that Easter weekend I was so bleesed
2026-06-17 20:33:48
0
Bongi Masuku :
uyangibusisa cc🤗🙏
2026-06-05 21:45:14
0
Phumzile Mhlongo :
going back to the drawing board, this is beautiful
2026-04-27 14:10:16
1
Beauty N De Beast :
Amen 🙏 🙏 🙏
2026-06-15 12:27:15
0
nomthandazomkhith :
Mandisinde Ngawe Nkosi, Undisikelele😇😇😇💯💯💯
2026-04-23 00:31:01
4
Ncedo :
My goodness 🙏🏾
2026-04-13 08:10:05
0
theerealjames_s :
I’m so blessed to witness this whisper❤️
2026-04-11 04:20:33
1
bunny :
Bulelani kuYehova kuba elungile kuba elungile 🙏🙏🙏
2026-05-30 09:33:10
1
Masisi Nkozwana noxolo :
oo yes🙏🥰
2026-04-10 12:45:37
0
Lopez Mbengo :
ndamemeza ku Jehova ndandise nxikweni wandinceda wandibeka endaweni ebanzi..🙏🙏🙏🙏🙏 kumanje ndisendaweni ebanzi.😥😥
2026-05-24 11:30:29
1
Mgabe Sipho Nxumalo :
🙌🙌🙌🙌 oh nkosi
2026-06-04 17:38:05
1
Adi :
Admomo drop everything and go check your followers!!!!🎉🎉🎉🎉🥳🥳🥳🍾🍾🍾🍾WE ARE ON a 💯k!!!!!!!!
2026-04-08 10:36:18
1
Zee :
Ukuthemba kuYehova nokuphepha ngaye kuko okulungileyo kungathenjwa bantu 🙏🙏
2026-05-03 16:49:58
3
Nonkie Giyo Primrose :
Bulelani ku Yehova kuba elungile 🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌
2026-05-05 20:55:24
0
Nomcebo S Sithole :
oh hallelujah 🙌🏻
2026-04-07 17:38:51
0
Mazozo fuze :
My ncebakazi❤❤❤
2026-04-13 02:17:36
0
Gracie :
🙌🙌🙌🙌 Oh Halleluya 🙌🙌🙌
2026-04-07 21:11:54
1
Gerty :
The audience 🥺 Can’t sing ‘Ukuthemba kuJehova; nokuphepha ngaye’ and you’re not on your feet!! Thanks for capturing the whole song.
2026-06-28 15:00:18
0
Phumzile Mhlongo :
izulu liyavuleka ngawe
2026-04-27 14:08:21
0
bumblebee_za12 :
@Ncebakazi Msomi yo !😭🥹🥹🥹besicela uze ePretoria 🙏😞
2026-04-08 12:42:31
2
ntobee :
🙌🙌🙌
2026-04-09 06:39:02
1
Madoda wa Dialysis🦠💚 :
💚💚💚
2026-04-07 16:07:23
1
Xolelwa Jekwa :
🙏🙏🙏
2026-05-22 17:44:50
0
Pule Dabula Mpuqa :
🙏🏻🙏🏻🙏🏻😭😭
2026-06-18 19:26:47
0
Nhomhose Zoleka Lahleka :
❤️
2026-04-08 22:18:23
0
To see more videos from user @christchelle_auntyrhuu, please go to the Tikwm
homepage.