@tshatshelerhafini0: Replying to @yanga490 Bayethe, khawuzame apha sibone ukuba abazupasa na abantwana esikolweni 🥱🔥❤️.. #tshatshelerhafini #eastlondon #life #car #spirit
Tshatshelerhafini
Region: ZA
Sunday 10 May 2026 18:27:38 GMT
Music
Download
Comments
Kula.🫦 :
Awuyenzi courier mkhulu because I might need lento because am writing exams
2026-05-17 09:57:01
34
Lizoma Lilly Mncameni🌺 :
uphi mkhulu apho ukhoyo?
2026-05-13 20:41:36
3
Mbelukazi :
Can i use ashwangada for a grade 12 student
2026-05-18 08:41:44
0
buhlebendalomfuyo :
mkhulu ndingawafumana phi lamayeza apha east london. ♥️
2026-05-10 22:25:07
10
Nosie :
Mna makhulu ndifuna undenzele ngokwa kho pls
2026-05-18 06:29:16
3
Nxonxo :
let me follow you Mkhulu
2026-05-17 12:14:14
7
Doratjie :
enkosi mkhulu ithini yethu Thina sibadala ndiyaqala ukubona
2026-05-16 21:26:03
7
NTOMBI♥️ :
Ndyaqala ukubona tatam mandikulandele🥰
2026-05-17 08:35:00
8
spoki_love :
Let me follow you mkhulu, nantsi ke I content endiyifunayo mna
2026-05-17 08:28:04
5
Nomlie :
khasiphe inuber mhkulu plz ndiyadinga fr abantwana
2026-05-18 14:53:50
1
Links@21 :
Kshuthi wawubuhlungu egameni mkhulu👏🏆📚
2026-05-18 22:09:32
8
KHANYO :
Thokoza mkhulu malini uhlanga lobugqondo mkhulu
2026-05-18 05:20:34
1
stima :
Am in cape town tata i need you please please
2026-06-09 18:40:31
1
Tinklar09 :
aaw Mkhaya wam.
2026-06-14 21:30:23
1
Zintle Mother of 2 :
bhuti cela uzibhale noba kulapha kwi comments ingredients please
2026-05-17 08:44:01
6
MellaMegatron :
hai xem ubukade uphi🙌🏾🙌🏾🙌🏾📿
2026-05-28 10:53:15
1
Vandas :
Have been foĺlowing you Ceduma. Mabancedeke abanti Bhomoyi. Your videos ziyakhanyisa ingakumbi xaucacisa nangolwasemzini ulwimi, ubonisa ikuchubeka nolwazi olunzulu ngomsebenzi wakho. Camagu Mtwanomhle.
2026-07-07 06:25:04
1
MaDlomo :
following you Ceduma, 1st time to see you
2026-05-17 05:03:42
8
BabesFani :
Awww ngu mama ozala mna lowo uMaceduma, Nxeko, Bhomoyi, Zondwa Zintshaba zingazukwenza nto ndinelogazi lenu ke linzima kwabamdaka... qhubeke wenzumsebenz omhle bhuti wam ebantwaneni babantu kube mhlophe 🙌🙌🙌
2026-05-11 18:02:03
8
Jwarha_kazi :
Mkhulul cela zonke ezi ingredients uzibale plzz 🙏🙏 ndazi needa 4 her.
2026-05-12 05:02:21
7
yimilona :
ibayimalini eseyenziwe mkhulu
2026-05-20 18:56:30
2
mnotho :
unjan mkhulu, ngcela ungthakele okwe business kuty kungene Abantu
2026-05-17 11:13:34
4
SIYAkaQue :
Molweni, uMhlekazi ngumni please ❓
2026-06-10 14:09:55
1
:) :
Hey mkhulu cela ubuza Isitroke uyasinyanga?
2026-05-17 22:50:55
0
To see more videos from user @tshatshelerhafini0, please go to the Tikwm
homepage.