@soshaaaa:

MrSport
MrSport
Open In TikTok:
Region: ZA
Saturday 23 May 2026 23:51:21 GMT
11428
963
12
46

Music

Download

Comments

iviwe__30
@￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴ ￴: :
But sir I play 4,5,6,7 and I mostly play 4,6 so sometimes I join the backline so I do the flank spread and also sometimes I join the centers and I jump also making good tackles and also with good speed also always on the ball but also always on tackles and rucks so I'm gonna take your advices I'll try my best to convince my coach to your strategies because I also come with moves. Thank you mhlekazi 🙌🏼
2026-07-12 21:54:43
2
johnjoni99
rey.7 :
Ndiyakuva mna tata nam ndidlala 6 7 no 8 kodwa ngu 6 endimdlala kakhulu and nomdlalo wakho ndiyawuva similar to lowam ngoba coach wam wathi kum always noba kwenzeka ntoni mna xakuhamba bhola ye backline kufuneka iqale kum then nakwi defense ndi add.a numbers kwibackline and always make sure akhomntu uzogqitha nje nakwi line out ndim jumper no 7 wethu then 4 no 5 no 8 bavule pod ey1 if sifuna ukuphuma emhlàbeni wethu sidlala la pod ey1 then ihambe backline futhi kemna ndihleli ndizithandela faka gxalaba ngk ke ndiyawuthanda lamdlalo🙏🏾🏉
2026-05-24 06:53:38
9
civeegeg83
Skhomo, Zulu +Mdange, Tshiwo :
Thank you for your Advice Mqe. I'm the Coach for the under 16 @ Khayelitsha(Cape town)
2026-06-20 14:20:47
1
biglj1
mpumelelo :
Tsiiiii mhlobam ndimamele ngathi ndim lo udlalayo🥰🥰🥰
2026-06-15 14:00:44
3
mich.ovis.tech
mich Ovis tech :
azikho tips for Loosehead Prop (1) tata
2026-07-11 00:09:49
1
tar.chadder
akhanya ♥️♥️ :
ow Soso ubenza babenomdla Kodwa nabancinci abantwana ngombhoxo keep it up bra your advices are very good bra masibonge mkhaya wam kwazeka Kwa Noko kemna👌👌🙌🙌🤝🤝
2026-06-21 22:43:19
0
user28553820549593
Aceee :
L3 ngokwase sokeni ngunumber 6
2026-05-24 12:47:27
0
biglj1
mpumelelo :
❤️❤️❤️👏👏
2026-06-15 14:01:25
0
queenmaninjwa
Tammy Maninjwa :
@✅tar Spencer ✅... Take note
2026-05-24 05:18:43
0
To see more videos from user @soshaaaa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About