@zimasangqasa: Blemishes gone💃💃💃#TakeCareOfYourSkin

Achuma Magebane Kasi
Achuma Magebane Kasi
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 07 July 2026 14:03:49 GMT
89143
2014
162
57

Music

Download

Comments

user8220229064784
@Tumie :
You need to deal with them from within and outside,,, google Pat skin care
2026-07-12 19:39:13
13
prencess4689
Princess :
hi sis how many months now using that combo
2026-09-22 18:53:11
1
busi_busai
Busi Busai :
Uyayisebenzisa iSunscreen mntasekhaya? ngob uba awuyisebenzisi ayipheli imelasma.
2026-07-14 12:17:21
10
pinkyg716
Pinky :
kuyoyonke into oyithambisayo mtase,,ngaphezulu sunscreen everyday even kungekho langa uzobona sana
2026-08-23 19:50:22
2
mfunie44
nhuza :
indincedile mntase andikagqibi neyoqala kodwa umehluko sendiwubona kakulu
2026-09-16 15:16:49
1
mbalee534
Mbali :
Mina nje angikwaz koda ay ngyakuthanda shame 🥰
2026-07-14 20:22:46
2
phumzilekhumalo88
Phumzile Khumalo :
Nam ngsazonyamezela kulass ngbone ku 3 months ukuba ngibanjan
2026-08-22 08:54:11
2
feziekopman
Fezie :
Zero sport yiR70 qha ndisuka apho mna
2026-07-14 14:39:10
5
user460700852
user8694579032583 :
mna sisi yathi Dermatology calamine
2026-07-13 13:32:15
1
aviwe1006
zuzu :
Hyuuuuuu ndinayo mna ngoku hyooo iyadika lento iyastress
2026-09-04 05:37:49
1
ntyatyie69
Ntyatyie :
Sanumnika amacebo ezinye izinto myekeni kwa lass sova ngaye ndizakufollower mama nzoyithenga mna xa ephelile awakho Hayi kakubi sebenzisa gal
2026-07-28 20:45:39
5
bortique
little angel :
Yhooo I buhlungu lonto ndiyazi kum
2026-08-21 18:50:03
2
user9188763949725
🌟🌟🌟 :
Stress siyenza wrc
2026-07-10 17:03:53
6
siwendabamrawulana
Siwe Ndaba Mrawulana :
unje ngam wena
2026-07-16 17:42:46
1
user3808031802450
@beldaniella :
Sis only the dermatology will solve this solve this problem, visit the doctor he will prescribe for you the tablets and cream to apply. Sunscreen also
2026-07-13 13:47:59
10
bongeka8997
Bongeka :
Ngicele ubuye ne video mtase mase ingasekho yazi angisakholwa yilutho sengithenge kakhulu nami nginale nkinga🥰
2026-07-12 14:20:42
12
ntembsie08
Ntembsie :
ufana nam Wena...ngaphakathi chomie ke NGK akufanelanga kubekjo into esiyiselayo....kwenzela umphandle nomphakathi
2026-07-24 11:59:59
1
babavgvaxav
belinda🇿🇦 :
nayo tissue oil mtase iyayususa lento qho late xa ugqibo hlamba ungayifaka tissue oil mama wam wayenje yena wancedwa yle yase pep cz ngoko ndandingeka mjoini u lass ndingeka mazi
2026-08-05 08:30:56
0
clock_it29
clock_it29 :
Don’t forget sunscreen
2026-07-14 12:38:45
3
userbubus
Bubus :
Yhu ndiyaqala ukubona umntu kaLass demonstrating izinto zakhe. Ndaze ndakuthanda🥰🥰🥰
2026-07-14 08:30:10
4
nzamentle
Bomkazi86 :
Nam ndinjalo cc 😭😭
2026-07-13 16:52:08
2
16dqueenec
Pumeza PZ :
Nam ke sana qale yandenza lonto yanditswikira ndaqonda andizoyeka tuuuu 👏👏👏👏
2026-07-16 11:21:42
1
b.bottoman
B Bottoman :
unyanisele mntase.akumnandanga banobuso obubi
2026-07-17 21:17:43
1
thandaza217
🌸Thandaz@🍇 :
Kudala ndiyisebnzisa mna dolo 😭
2026-07-19 21:14:01
1
dipishmandlangis9
Dipish Mandlangisa Nokwe :
ngaske bone after ke mntase ngoba nam nawo mabala bt awekho bird.. nam ndiyafana nawe ndispender a lot mntase dololo even bala Zerosport dololo ...
2026-07-17 14:47:28
1
To see more videos from user @zimasangqasa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About