tata cela buza xa usithi uzothatha 100 a day so umntu uzoyazi njani angeza kuba soqena unjika sesilapha ndibe ndisuka kude..cela nje kwazi kuba ndifuna ubalapho
molo bhuti ndyathemba uyakhila uvakele bhut wam kodwa ndicela kumtu pzohoya indaba ze proof of payment umazise aziqwalasele kuba klk kunabantu abazi scammers athi sende imali kanti no akaqalisanga enkosi ke bhuti.
2026-07-16 14:42:04
4
olomcinziba :) :
ndicela ubuza ixesha ingangubani?
2026-07-16 15:37:53
2
Avuyile Thonga :
cela unzothengisa amaqanda apho bhuti
2026-07-16 21:05:04
1
Rose 🌹 Imbali :
Tata ndiya emngcwabeni ekhaya ngala 25 bendicela ukubuza andinokwazi ukuza kuwe xa ndibuya for lomsebenzi wange 25 ndiyakudinga kakhulu
2026-07-16 14:30:18
2
Bongiwe Tswini :
molo Tata ndcela buz uba njengoba ndikude ngoba ndifuna kuza ngoba kunzima kakhulu Kum so andyaz mntu kwelocala so ngafikelaph
2026-07-16 14:54:34
2
Lundanele :
cela account ka capitec tata cela negama nefani plz tata