@africana_sa: #onthisday

Basil 🌿
Basil 🌿
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 16 July 2026 17:27:32 GMT
71606
3905
56
300

Music

Download

Comments

pj5170
P J517 :
Not everything needs cameras.
2026-07-17 09:58:15
34
user82406356257711
user82406356257711 :
I'm 55 years old, ndinosapho, ndenze amadoda, kodwa ndisafunda kule ntetho 🙏 🙏
2026-07-17 21:32:29
19
sethumguye0
Ndira :
Izinto bekungafanelekanga ziviwe nguwonkewonke where is our privacy?
2026-07-17 09:29:32
10
thobiletshefu702
Thobile Tshefu :
That “mbomb’ wakho!!” in the background though 😅
2026-07-17 15:05:54
3
charlie.m789
Charlie M :
This man I like. to. be primer. of our. beloved. ESC
2026-07-21 19:51:26
2
masteskiss
Masterkiss@247 :
ifundiso zalomfo 🥰🥰🥰ziyasifundisa kum❤️❤️❤️
2026-07-17 02:50:05
4
zipho_me
Zipho_me :
IsiXhosa sihle futhi simnandi
2026-07-17 09:37:12
21
noma_pels
noma_pels :
This clip gives me goosebumps everytime I listen to it. 2024 December when I was given a chance to say few words ubuya komntanam I played this on a loud speaker then said that's all I wanna say with all my heart. Abantu abadala bantywizisa endlini besithi ngibani lo uyala kangaka ndathi yinqeberhu isissele senyathi.Ithemba lilkhona ngeAfrika
2026-08-02 18:19:12
1
babalwanongingi
Mamchenge🥰💖❤️ :
My cousin Mr Qhoboshiyane❤️❤️❤️❤️
2026-07-17 13:25:43
4
acemngunsta
Ace - The Bassoonist :
Aw izinto ezibhatalwayo for ukuyala madoda 😊
2026-07-19 22:02:56
2
bandileyawa773
Late bloomers this is for me ❤ :
Amen 🤝
2026-07-22 21:58:02
0
batj96
Fayidlala :
💪🏾💪🏾💪🏾❤️
2026-07-17 07:29:21
2
sirabuso
sirabuso :
Basa thetha kodwa kuthetha umntu wasemzini
2026-07-19 16:20:04
2
ndlovukaziboutique
NdlovukaziBoutique :
Mntungwa
2026-07-17 11:55:38
4
lordxesibe
LORD XESIBE :
yazi mna ndihlalutla ngolunye uhlobo,apha kulomboniso sivezelwa ukudalwa ngokutsha komntu oyinkwenkwe edelelwa ukubangumntu oyindoda.Indoda ke ngokolwazi lwam ngumntu okuthenjelwa ngaye likhaya kunye nokuhlala,xa umamela kakuhle lotata uthetha apha eyala uveza into enjalo. Lento yokuzalwa ngokutsha ayonto intsha esintwini nokuba loluphi na uhlanga koko yinto endala eyavela kwakude kudala.Naku nalapha esintwini sethu sabantu abantsundu ivela,ingakumbi kuthi thina bantu sisebenza ngokwesiNtu esintsundu. Mnake ngokwesiNtu sam endisenzisa nendikholelwa kuso USIXHOSA ulwaluko lolona luveza ukwakhiwa komntu ngokokutsha ingakumbi xa sele esekhaya ngoluhlobo kuthethwa ngalo ngu Tat'uQhoboshiyane intetho neziyalo zakhe ziveza ukutshintsha komntu nokwenziwa komntu omntsha. CAMAGU
2026-07-17 14:12:35
3
sg1go
SGI :
MaXhosa
2026-07-17 11:41:42
2
zolaninogayi
Xeebar®️ :
Mhlekazi Mlibo ✊️
2026-07-17 08:10:17
1
sethumguye0
Ndira :
Why social media?
2026-07-17 09:27:35
3
akomiyana
Mafungwashe￶🇿🇦💜💜 :
Mmmmmm m watsho kwavokotheka Tata❤️
2026-07-27 18:44:37
0
user2263619588157
user2263619588157 :
yhoooo nkosyam yantle ntetho yalotata
2026-07-19 07:31:50
1
monwabisimemani18
zizi :
camagu Mntungwa
2026-08-02 13:21:01
0
nkululekokubuli
NW kubuli :
umhle mhlekakazi
2026-08-29 19:53:07
0
maydo32
user62981392705 :
👌👌👌👌👌👌Mntungwa uyayenza into yakho
2026-08-04 18:24:20
0
thehouseofphalo_
The House of Phalo :
I support the message but some things must not be recorded
2026-07-28 12:01:53
0
To see more videos from user @africana_sa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About