@msiyana021: ei ulenzilo iqiniso bhuti ngakum kodwa akhongxaki uba beselifikile ixesha uzusikhanyisele ke bhuti ungalali ukulala bhuti yazi nzohlale ndikcinga bhuti kodwa ke akhongxaki bhuti.@lids 😔🕊️

msiyana
msiyana
Open In TikTok:
Region: ZA
Monday 03 August 2026 12:57:16 GMT
4747
418
6
8

Music

Download

Comments

bonganibongs22
Bongs🫂🙌 :
eish kubuhlungu 💔💔😭😭😭
2026-08-03 19:10:12
0
ingamlungu
Mancane :
eii bhuti kubhuti 😭😭
2026-08-03 14:43:24
0
siphokazi.053
@siphokazi.05 :
Xolweni family nechomi zakhe eish kubuhlungu nakuthi abangamazi Kuba ke ngumntu and ebengadeserve kufa kanje💔 Phumla ndoda kodwa igazi lako zelikulwele 🕊️
2026-08-03 20:04:35
0
sposetu.setu0
sposetu setu :
🥺🥺🥺
2026-08-03 20:12:33
0
To see more videos from user @msiyana021, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About