@mamixer_116: Replying to @buhlebukazuluzulu

THE V🔊ICE OF MTHWAKAZIAN PPLE
THE V🔊ICE OF MTHWAKAZIAN PPLE
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 04 August 2026 08:47:09 GMT
21039
910
58
107

Music

Download

Comments

jay474187
Jay :
Xhosa ppl are so wonderful, when I read yr comments they r all warm 🥰😅. Ndiyazingca ngoba ngumxhosa. they are so open minded and smart
2026-08-04 19:07:09
1
koenahzw
T Mokoena 🐊🐊 :
🥰🥰🥰 amazing people Xhosa nation
2026-08-04 19:22:52
4
vuyiswa.makeleni
Vuyiswa Makeleni :
next part
2026-08-04 20:14:00
0
user1371528776016
Zoleka :
Sinithanda ngoku nilapho🥰🥰
2026-08-04 15:47:26
21
masivuyegcule
Masivuyegcule :
sikuthanda ulapho kaloku
2026-08-04 17:23:35
10
nt0mbifikile
Nt0mbifikile :
Yhini bantase buyani nina kanti nithetha nje ngathi kwa Xhosa Eastern Cape 🥰🙏
2026-08-04 18:53:37
7
eric.tolo
Tolo :
buya dade wethu apho
2026-08-04 20:20:38
5
mathulisi32
mathulisi :
umntu wasekhaya
2026-08-04 15:29:24
7
user5794426843196
bhele khuboni :
siyabonga mama nge history emnandi kangaka
2026-08-04 16:24:06
13
funekabakaqana
Funeka Bakaqana :
siyabulela kakhulu mama no Tata
2026-08-04 19:55:56
1
user7501076273084
user72062918500237 :
Yoo, enkosi Mama ningabakuthi
2026-08-04 09:48:10
5
dirontsho_22
Dirontsho Dotwana :
Siyakuthanda Mama 🥹🇿🇦🖤🖤🖤
2026-08-04 21:05:10
0
mokoatle708
ngwane :
aw kunabantu bakuthi ngapha. iyo ingathi yintsomi lendivayo kodwa ndithi nxhe mawethu sauhlala sinithanda 🥰
2026-08-04 21:41:03
0
mahlongwanespitsh
Mahlongwane Spitshi :
sinithanda ngoku nilapho
2026-08-04 12:19:52
3
ncubee.prince
Ncubee Prince :
Asbonge kakhulu
2026-08-04 19:05:52
0
sibusiso.mdluli1
Sibusiso Mdluli :
number 1 kkkkkkkkkkkk number 1
2026-08-04 11:23:13
2
nelsonndlovu6
Nelson Ndlovu :
amen
2026-08-04 15:47:21
0
vuyiswa.makeleni
Vuyiswa Makeleni :
yhoo makhulu ndiva kabuhlungu ukuba nayowela kwelo lizwe ngoku kuhlangahlangene akusekho nto singayenza kodwa siyanithanda nathi e South Africa
2026-08-04 20:11:05
4
bukumthande3
bukumthande3 :
awubantu mntomdala sorry banihluphekisa nkosiyam omkhulu benu
2026-08-04 16:35:22
7
dirontsho_22
Dirontsho Dotwana :
Xhosanation 🙌🏾
2026-08-04 21:05:24
0
www.donaldwensday.com
12 tribes :
Buyelani ekhaya inkulu indawo la SA
2026-08-04 18:15:37
5
kennyzongolo1980
kenny zongolo ndonga nkwali :
buyani kaloku lisekhona ixetsha
2026-08-04 19:37:57
1
ntandazototo
#Phekeza# :
nibe nanisukaphi
2026-08-04 17:31:50
0
buhlebukazuluzulu
Buhle buka Zulu Zulu🇿🇦 :
Niyasixina kodwa 😫😫
2026-08-04 12:39:22
2
To see more videos from user @mamixer_116, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About