yhoo akumandi kwi groove,hey maan fondin sidityulwa sizihlelele kwela Bhayi
2026-08-06 18:34:04
1
uBhodlinja :
unyanisile bafo
2026-08-12 15:47:54
1
Zibula🤴🏾 :
Loyd bra kumnandanga ngoku ndiyakuxelela
2026-08-18 15:23:13
1
Slebza oka Ndebe :
Ey bhuda sendinyathelwa mna eGroove andihoyi toe and kengku ndayeka nokusela sw ndiye ndivele ndimophulele umntu oseleyo coz ndiba nala timing yokuba eish nam ndandiba nje xa ndisele
2026-08-05 16:55:52
1
Simphiwe Ngwanya :
injalo nqoo bro
2026-08-08 13:22:11
1
@dilithamsanqa8 :
mkhuluwa itsho uphinda nyaniso emsulwa leyo
2026-08-25 05:25:28
1
LUYANDA.J :
and isebenza kakhulu imimoya emdaka mr
2026-08-06 18:26:05
1
Maldine :
Apha ebusuku nkabi yam abantu baba kwenye level abanye bathu duuuu🤣🤣
2026-08-07 07:15:56
0
ayanda :
Danko grotie abanye bethu bangxamile for ezowey good for ubadima
2026-08-05 23:57:59
1
beast 🐶 :
sisela nezithunzela emjavweni🤔
2026-08-06 06:46:47
1
HarryNjez :
Ey mjita ba abavanga yeyabo.yinyani le uyiringayo
2026-08-06 07:02:44
1
fikiswa nkosana :
icebo mayiyekwe igroove sana bcz ithoba izidima not that basihoyile esosdima but esi soba uqhelwe ngumntu omncinci kuwe and akhonto uzawyenza cz uzodutyulwa uthi saa yho