@awonke.mtsi: Goodbye my friend.💔💔🕊️

Terry
Terry
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 06 August 2026 16:59:53 GMT
12430
1270
16
17

Music

Download

Comments

_notfound366
Not Found_ :
eish ta lids bhuti .😭💔🕊
2026-08-06 18:40:57
3
lwazim_
Lwazi.CBY 87 :
Yhoo Lids bra💔
2026-08-06 20:11:03
1
mpondo.com
Mpondo.com :
Ekapa akusekho mnandi kubi kakhulu
2026-08-06 19:52:10
2
lukho.maqhunyana
Lukho.Maqhunyana :
eish bafeth abenzi bobubi bazophulile intliziyo zethu kweliKapa, uziva njani xa kusihla umzimba womntu ongasaphili ngenxa yakho, umntu ebezozama impilo engcono ukuthi kowabo kulale kutyiwe, why sibulala kwasodwa Bantu bakuthi.?💔wayenyanisile umlungu xa ethi umntu omnyama mnyama nengqondo yakhe🤞🏾😭 xa kuvele kukhale Thina esingeyiyo even iFamily , iFamily yakhe inoba injani😭 , Tar Lids usishiye nenxeba Bhuti Kwaye neKhaya lakho likukhulule ngentliziyo ezixolile ukuba yintando kaThixo kulungile😭😭💔💔
2026-08-06 19:12:17
5
sibanemdalah
SibaneMdalah :
noba abenzi beva njani kunzima kulomhlaba
2026-08-06 19:56:56
0
keano.g7
Keano :
Lids🥺💔😭
2026-08-06 20:48:37
0
nathie2720
Anga Dlova :
andazii kwenzekani ekapa mna shame phumla bhuti Lindani 💔😭
2026-08-06 21:41:21
0
endinako5821
Endinako582 :
😓😓😓
2026-08-06 17:08:21
2
xv7100ec
xv7100ec :
🙏🙏😭😭😭😭😭
2026-08-06 19:13:30
1
sivenathimabindla
sivenathi mabindla❤️💋 :
🥰🥰🥰
2026-08-06 19:38:39
0
ntosh_nkebe
Ntosh_Nkebe :
😭😭😭💔
2026-08-06 19:00:13
2
To see more videos from user @awonke.mtsi, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About