@xoliswa4125:

Gogo Xolie
Gogo Xolie
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 07 August 2026 08:10:26 GMT
98137
5758
423
159

Music

Download

Comments

naretsi
naretsi :
Ndiyakuthanda mama♥️♥️
2026-08-08 10:08:35
19
selloanemati
joyce :
morning mama sorry ma
2026-08-08 02:35:27
2
nomvula_patricia
nomvula_patricia :
Ngxesi cthandwa sam ntombentle
2026-08-07 21:38:19
1
nontobeko.tuku
Nontobeko Tuku :
Camagu gogo intlungu esikuyo yabantwana abatshayayo iziyobisi
2026-09-13 16:15:43
2
n_yandie
Yandie :
umntu abemhle ngaphandle nangaphakathi camagu mntwanomhle
2026-08-10 21:44:30
15
spokazi.hanise
Spokazi Hanise :
thetha mama wam🥰🥰🥰
2026-08-07 08:49:01
7
inkunzi_edlayodwa
Inkunzi_edlayodwa@ :
camagu gogo🙌
2026-09-20 07:12:46
1
user62331192384721
Makgesi :
yhoo mama ndiva kabuhlungu yazi
2026-08-22 05:53:04
3
imange.nomgcana
Imange Nomgcana :
❤️Yinyani mama wam ndibuhlungu gk ndinabantwana abatya iziyobisi
2026-08-07 13:10:11
13
zithobilemdingi
Agent blvck :
ungavumi mama
2026-08-14 06:15:15
4
user7525829881351
user7525829881351 :
Yhooo Mama kodw akuMnandang tuu😭😭😭😭😭💔💔💔
2026-08-27 17:49:31
1
nosifungo34
Makhophoyi :
Yhoo kwaze kakubi bawo
2026-09-13 15:33:17
1
user533449687336
bongi vuntu :
shuuu 😭😭😭😭
2026-08-07 10:24:08
5
asandandamase162
Asanda ndamade :
Oh mama watsho kabuhlungu xolo sthandwa sam. kona yinyani yodwa le uyithethayo
2026-08-08 08:40:43
6
mildredwitbooi
vuvu zamangxongo :
camagu mzali uzivulile ingcango wavula intliziyo wancama konke uphume uphulo usinceda ngeentsana zethu makwande mazali zihlwele nothixo zikwandisele zikukhusele ndiyabulela mama woooow bawo
2026-08-07 12:14:29
6
vuyelwabeja
Vuyelwa Beja :
kubhuhlungu kuthi ma South African
2026-08-15 08:19:39
4
its_prim_
Primrose_Ngamlana :
KUXOLO NOZALA.SUZIHLUPHA NGABANTU.ABANGENANTLIZIYO NANIM BA
2026-08-07 15:29:29
6
thobekathotho12
thobekathotho12 :
oh Mani Xolo Gogo 😭😭😭😭💔💔💔wandivuselela u sister wam wasikws isandla ,inyawu ,amabele ,ulwimi isimi sangaphambili easweleka jyoo Nkosi yam 😭😭😭😭😭😭😭😭😭
2026-08-17 12:36:26
5
feziwe.saleni
Feziwe Saleni :
camagu gogo thina asinabo onyana ngenxa yegrugs sabangcwaba
2026-08-11 19:57:41
6
elsumsokupha
Elsum Sokupha :
gcamagu gogo
2026-08-07 19:43:35
1
lithembaadam235
Lithemba Adam16 :
oh ndyakulandela mzali wam bayakukubekisa bantu yaz
2026-08-21 12:33:56
1
.ncuth2
Ayathandwa Jozela :
Amen suvuma mama
2026-08-15 19:46:58
1
slizer2025slizer2025
Thando the Dancer :
xelela lomntu ungenanimba , akanamntwana lowo, makofaaa
2026-08-15 15:10:21
1
user2784164599236
user2784164599236 :
mxolele Gogo thina sisazozisa aethu🙏🙏
2026-09-13 12:42:33
2
miki.madolo
Miki Madolo🥰 :
camagu mama Siyabonga siyakudinga apha Cape town
2026-08-25 12:49:29
3
To see more videos from user @xoliswa4125, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About