@kwanelemabeqa:

Kwanele Mabeqa
Kwanele Mabeqa
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 07 August 2026 15:20:00 GMT
40508
1796
221
258

Music

Download

Comments

asivenduneni203
Asive Nduneni :
this couple has been doing it since I was in middle school
2026-08-08 12:45:57
4
bongi94830
@Bongi9483 :
this is wrong kodwa did you ask them to take a video
2026-08-08 13:24:21
0
azukaruu
Azuka_Ruu2 :
Kuse New Brighton or Kariega apha???
2026-08-08 09:53:08
0
siyabongasimelan3
Cya :
everyone knows who's idea is it
2026-08-09 08:19:40
1
inamandlakobo
Lwandiso :
may this madness never locate me
2026-08-08 18:32:55
1
sibabalwe_1
Sibabalwe :
Yi-idea kasisi le 🤞🏿
2026-08-08 12:56:08
1
wele287
Wele :
soze ndiyenze le into xeim mna
2026-08-08 06:07:29
42
nokupumla.soxujwa
Nokupumla Soxujwa :
I wonder xa senohlukene ezimpahla zithiwani?
2026-08-08 11:57:06
11
lungiswa.gwily
Lungiswa Gwily :
tjo ndicingba akaboni omnye ke
2026-08-08 10:45:03
10
sakhile.tolbard.mittie
Sakhile Tolbard Mittie🌻❤ :
Ndingazenza zonke not le
2026-08-08 07:18:57
15
sisa_matshoba
sisa_matshoba :
Sikhule benxiba kanje, bayathandana shame🥰
2026-08-08 19:49:11
4
gloriamn
GloriaMN :
If iyabasebenzela bona ,good ukuba bayayithanda bona,good masenzeni ezethu igoals😂
2026-08-08 15:21:28
5
spiwozwelinjani
Spiwo Zwelinjani :
Yho ndiyayicaphukela ke lento rhaa
2026-08-08 05:28:27
11
yayaz087
Bujja0617 :
For years le couple yakwa1 ibetha kanje.
2026-08-08 21:22:22
2
user1625601052049
user1625601052049 :
Bethuna abantu abayaz ba yaba trender bona ngeloxesha 😂😂😂😂😂
2026-08-08 17:05:28
0
avu116
Avuma :
Andiy bwl le uxolo xa nohlukene uzazthini ezimpahla
2026-08-08 16:08:00
0
hayinininanilobhu
TaLux :
Yimfama lomjita
2026-08-08 13:09:32
0
magatyenisoso
Soso❤️Intombi Yenkciyo💝 :
Azi ngubani oza nale idea ihlekisayo🤣🤣🤣🤣🤣 xa nithandana
2026-08-08 14:03:48
0
scoopiedoo0
scoopiedoo :
bhuti waseMdantsane khandincede nge picture ka Ludwe Zibi ndifunumfaka kula trend yongondli wayehlala phangase mall ka 6 kodwa ngoku uhlala Unit P
2026-08-08 15:23:54
0
zuzu6169
Zukiswa Njebedulana ❤️❤️ :
Andisoze ndiyenze ke lena into mna
2026-08-08 19:42:29
2
To see more videos from user @kwanelemabeqa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About