@siphokie8:

siphokie stuurman Madibashe
siphokie stuurman Madibashe
Open In TikTok:
Region: ZA
Monday 17 August 2026 13:45:19 GMT
6939
175
49
45

Music

Download

Comments

hazel.poni
Hazel Poni :
Yesss my sister, landela emva kwe family, not to lead the family what to do
2026-08-18 10:11:56
4
prunki181
prunky :
yhooo akunzima sana😭😭😭
2026-08-18 09:42:16
1
lamine.yamal27878
lamine yamal278 :
zonke inkonzo ziyafana not irhabe yodwa ilshwa ibeyirhabe size zinye inkonzo siyayazi ukuba kuqala ikhaya kulandele inkonzo
2026-08-18 17:23:22
0
ericamasiza
Erica Masiza :
ohh hayi cc asinjalo sonke
2026-08-18 08:42:32
2
mpumi4420
Mpumi :
Inyaniso mntase
2026-08-18 11:49:14
1
sihlumise.mtsotso
Sihlumise Mtsotso :
kanti ke ngoku inkonzo zonke ziyadika
2026-08-17 15:30:05
1
pelo3849
Pelo :
Kuthiwa imoto ilandelwa luthuli lwayo,andazi ke Marhabe..
2026-08-18 18:46:53
0
nophelo84
Nophelo :
ndayeka mna ukukhonza uske ungayazi kugeza kwa abefundisi aba whether yhoo kunzima sana
2026-08-18 12:55:35
0
ueen_of_kings
Queen of Kings :
seriously sad
2026-08-18 13:11:12
0
nomvatho
Bullz Daka :
Jonga zonke icawe mntase ndayeka mna bodlulwa ngabantu bobutywala uthando oluse ebutywaleni yhoo yhoo
2026-08-18 18:44:49
0
bongi.osborn
Bongi Osborn :
Ngamagqwirha ezinto sis demet maan family first
2026-08-18 17:47:44
1
nicky.dee16
Nicky :
Balihlazo futhi ke I also have a bad experience mna ngeRhabe nngomngcwabo kamamam last year but ke I sorted umfundisi wabo mna shame ekhaya ngomoya omhle. Kwaqalwa ngentshumayelo Washumayela nje wahamba saqhuba nerhamente yakhe sayombeka umamam ngesidima nesithozela. I don't think uyophinda aye khaya ngoba inyaniso yona wayifumana kum
2026-08-18 18:07:48
0
mangwanya392
Mangwanya :
ndicela ubuza is it a must ba kubenomfundisi emngwcabeni
2026-08-18 18:25:57
0
phumezasimayile34
Phumeza Simayile :
Hayi mna ndabaxelela uba I femeli izakuyenza program bona bafekele ke ezabo yhoooo hayi
2026-08-17 18:03:19
1
lindz0930
Lidz❤️ :
asikho njalo sonke xeim
2026-08-18 10:29:32
0
xoli3454
Xoli :
Inkonzo ivha nge Khaya
2026-08-18 10:14:46
2
lithemba0115
lithemba :
Asingabo bodwa mntase
2026-08-18 10:59:44
0
user52188120575802
Nomfundiso :
lafa ilizwe xem
2026-08-18 10:35:32
1
user10953377267397
Sithandiwe Zazini :
Haibo sisi😳 yazi ndicimba uzothi badyola kakhulu okanye bayanxila okanye bayathakatha babulala bantu haibo😳😳 ayifunisi msindo kodwa mntase banotsho nje wena into engakuxolisanga ngaphandle kocaphuka
2026-08-17 16:56:48
0
user8805263780197
user8805263780197 :
Izambatho ziyabalahlekisa. Kanti kuthiwa uThixo ujonga intliziyo. Uyabona kele yokurholwa yimfama.Bayimbutho nje yabagxeki.
2026-08-17 17:50:02
0
mamntshilibe2
BRENDA BOBESE MQEKE :
yhooo akandidika ohhh yhini usihlaza oluhlobo
2026-08-17 13:58:45
1
nonkqubelafayindl
Zamathabane :
Azihlazile amarhabe yinton ebangela bangacingeli family eswelekelweo
2026-08-18 19:07:59
0
blackgirlsrock89
Blackgirlsrock :
hay bagezile shame kakulu
2026-08-18 16:44:06
1
zintlecingani
zintle cingani :
ewe ke sana
2026-08-18 15:59:14
0
user29258749603215
sikhumbuzo :
BABONISE IZWE LONKE UKUBA BANGA BANTU ABANJANI!! (BABLAZEKLE)
2026-08-18 18:15:39
0
To see more videos from user @siphokie8, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About