@zakwadlomo19: hazi utywala bungakwenza ikholwe iba uyathakathwa nyani,

Akhona zakwaDlomo
Akhona zakwaDlomo
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 18 August 2026 16:40:36 GMT
50077
4300
161
56

Music

Download

Comments

ceby617
Ceby :
Accountability yi problem kulo bhuti.
2026-08-18 19:44:19
44
limilentombikaapr
Limile Ntombi Ka Apr🩷 :
haysuka ndiyahleka mna ngoku 🤣🤣🤣
2026-08-18 19:03:02
49
sharonsizane
sharonsizane :
akhonto inolunga nomtu who thinks uyathakathwa
2026-08-18 17:29:55
123
bhejula.bhejula.b
Bhejula Bhejula Bhejula :
Makayeke usela sisi wam..alcohol dependency is dangerous worse ii withdrawals ziphuphisa kakubi.
2026-08-19 06:17:23
17
boni.angel5
Baby Oluhle & Mom💕 :
yhoo usengxakini umfaz😳
2026-08-18 17:00:24
29
mazomba44
grace :
zamadlomo awutshongo uba molwen nasi istory sikh koti lov ke kodw🥰🥰🥰
2026-08-19 05:20:08
7
magatyeni_kay1
MaGatyeni :
Makaylandelele into yokuphupha, you can’t ignore amaphupho okuleqwa ephupheni especially if it’s not into ya once off
2026-08-18 19:34:39
5
the_everydayblessing
the_everydayblessing :
😂😂😂 Oh hayi andiyihleki bonanje chomy 🤦🏾‍♀️
2026-08-19 13:47:10
4
nozibelenozienani
Nozie :
ngu Joseph wase Bibileni
2026-08-19 20:32:17
3
mrs.kraqa
Mrs Kraqa❤️ :
Yhoo ha. a iingxaki zenu Bafazi 🙆😂😂😂🤭
2026-08-19 07:52:16
6
hlubikazi_ludidi
hlubikaziludidi :
He lacks accountability...
2026-08-18 23:01:23
1
asekhomazandimadlamin
asekhomazandimadlamin :
Yhoo hayini😅😅🤔
2026-08-18 20:04:15
4
yonelatyeni
yonelatyeni :
Tatam unjalo wasoloko ethakathwa
2026-08-21 09:34:28
0
magebasheq
MAGEBASHE😍 :
Yoo hay lo bhuti uyawuphumelela kudala xem yini. Hay sorry xem koti
2026-08-19 13:58:29
3
nombulelostemele
Nombulelo Stemele :
Yhoo hayi yingxaki lobhuti, usengxakini Sisi.
2026-08-21 04:32:46
1
ndawo.bikitsha
Ndawo Bikitsha🇿🇦🇶🇦 :
Hahahahahhahahah I love him please 🤣🤣🤣 uthi uvele anuke kwawena lowo🙆🏾‍♀️🙆🏾‍♀️🙆🏾‍♀️🙆🏾‍♀️😩🤣🤣🤣🤣🤣🤣
2026-08-20 15:13:24
1
zinathi619
Zinathi💕🌺💐🌸 :
🤣🤣🤣🤣🤣andayihleka nkosi yam
2026-08-24 07:18:35
0
usersomeleze20122
userSomeleze20122 :
😭😭akhonto zohambela kumntu soloko ecinga yathakathwa
2026-08-21 07:09:44
0
siphe3440
Siphe :
tjooo
2026-08-21 03:33:36
0
makazuko1
MakaZuko :
finish cc
2026-08-18 18:10:44
0
To see more videos from user @zakwadlomo19, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About