And ke asi ziqheli ke ezintlanga kwa thina madoda a maXhosa vele ubone no maan ngcono ndizigcine ngomkhaya
2026-08-19 14:21:39
1
Vumzer :
chivumbu ayingo sbumbu na ngesiXhosa???
2026-08-19 17:15:32
0
Sthembele Stafa :
Chivumbu🤣🤣🤣
2026-08-19 18:15:22
0
phumlaniyengile :
hahahaha utsho ukuba zonkobonkobo Gauteng lol
2026-08-19 17:52:06
0
vick :
Babi and nabo abakwazi unyusa nomgangatho use ubone uba yhooo hayi bawo babe se bethi sizenza ngcono kodwa sibuya ko ronta mna ke I believe ekuzenzeni ngcono u ungcono bam ndinga lindi komnye umntu
2026-08-19 15:34:43
0
S :
ipapenkulu, impumlo ngathi ngumphambili we Timbs, at hard, Kota, imisundulu 🤣🤣🤣
2026-08-19 17:21:26
0
Andiswa Mesani jezi :
bahle and are married shame 😏
2026-08-19 16:22:39
0
Mamkhwanazi 😘 :
kwalapha eJohanesburg west babi kalhulu ngathi bayaluma 😅😅
2026-08-19 17:30:53
0
Ntuthuzelo :
😂😂😂 bafo
2026-08-19 15:14:58
0
Sandile Qhotswayo :
I can relate kulento, ndake ndaya ekapa ku school holidays, ndothuka kutheni lento ndingade ndidibane nomntu umbi, zabuya inqondo ngamaxhosa alapha kanene
2026-08-19 17:51:28
0
TO. :
🤣🤣🤣
2026-08-19 12:20:26
0
Mr Lee :
😁😁😁
2026-08-19 14:38:04
0
khusta :
🤣🤣🤣
2026-08-19 15:04:12
0
L. U :
😂😂😂😂
2026-08-19 16:28:29
0
To see more videos from user @mamiya.ndumie.nyan, please go to the Tikwm
homepage.