@africana_sa:

Basil 🌿
Basil 🌿
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 20 August 2026 09:06:33 GMT
29197
1592
51
156

Music

Download

Comments

nombola_
Nombola Ka Mpondo :
Interesting but too long. Enkosi
2026-08-20 18:00:34
3
bantrie
Bantrie :
Mna ndingu Mntana we Ntombi kwaye xa ungu Mntana we Ntombi kutsho ukuthi ungumntana walapho uZalelwe khona "Ngokuva kwam ngabadala" kodwa mna ezam Isiko lam ndilenzele kulo Tata, Imbeleko yam ndiyenzele kulo Tata. Ingaba kuvumelekile ukuba ndishwame macala? Naxa ndingazange ndenzento kulo Mama?
2026-08-20 09:14:27
2
thembisanipatrick
Thembisani :
Molo bawo ngethemba umhle empilweni,Ndinombuzo okanye into endifuna undicacisele yona khehla lam andiyaz noba ndingakwaz uku inbox na okanye mhlawumbi khona number ofumaneka kuyo
2026-08-21 06:07:25
0
khayalethu.ntlama
Khayalethu Ntlama :
Tata khawkhe ubuye ndandinethemba lokuba uzakusikhokela apha ephondweni
2026-08-20 10:14:40
1
zanemvels6
Zanemvelo Mpho ka Vee :
MP are you not the chair of petitions committee the work is not being done there
2026-08-20 15:59:59
0
ta.mbu03
ta mbu03 :
Molweni bantwana abahle ndicela ingcebiso, Ingaba ukuqatywa kuloo tata engamhlawulelanga umntwana kuchaza ukuba umntwana uzakwenza imicimbi yakhe yesiko ngesiko lika tata?
2026-08-21 03:49:28
0
11mrt1
S-T-11 :
mxm
2026-09-07 04:53:50
0
mongeziximiya
Mongezi Ximiya :
Camagu
2026-08-29 07:46:48
1
mzindimba
Mzi Ndimba :
Camagu kanjalo ngqoo
2026-08-21 02:09:58
0
mmeli6591
Mmeli Menzelwa Tshawe :
NKOKELI YAM IMNANDI MIHLE KAKHULU LEMIRHABULO YAKHO❤️❤️
2026-08-25 01:55:02
0
zizi5203605071005
Zizipho Sheleni 🤍 :
Yengwayo Malinge ❤️‍🔥❤️‍🔥❤️‍🔥🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰🥰
2026-09-06 16:49:47
1
mbuyisiramncwana1
mbuyisiramncwana1 :
Nkokheli yam.🙏
2026-08-20 10:35:19
1
cya82495
Cya :
Camagu Tatam enkosi ndikuvile💯💯
2026-08-20 16:08:56
0
nontombi214
Patido :
Siyabonga buti wam
2026-08-26 18:41:22
0
user1803997779012
Nyangilizwe.com :
Camagu tata wayibeka yacaca
2026-08-21 06:32:10
0
eunice.manxiweni
Eunice Manxiweni :
Camagu tata
2026-08-20 11:12:57
0
winza430
Windsor :
Makhe ndihlomle mntwanomhle. Nam ndiyazi ngoluhlobo uchaza ngalo. Yintsonyama ke lenyama ingcangcazelayo. Ide ikhutshwe nencam yentlala le yomkhono. Siyifaka inyongo ke lentsonyama ingabi natyuwa. Lo unika intsonyama, uthi wakugqiba ukuthetha lamazwi okucela impilo nobom obuhle. asike iqathe lokuqala amnike ukuba atye emveni koko amnike imela azisikele atye. Inentsingiselo ke Lonto yokunikwa kuqala. Olunye uhlobo lokushwama kuxa kushwama ikhaya lonke, umzekelo, inkomo yasemva kwemini.
2026-08-21 16:43:22
0
user174636029841
.. :
Camagu mntanomhle mahle acwengile akadingi koniwa
2026-08-20 20:21:35
0
zingisa21
Dlomokazi -Hlubi :
Kukuthini uShwama?
2026-08-20 12:36:09
1
gamedze_ka_mntimandze
Ibhaca🇿🇦🇸🇿LakwaGamedze :
ukushwama kwakukhona kwaBhaca kumcimbi weNgcubhe kwakuShwama endlunkulu especially after kuvuniwe isintu sinzulu👏
2026-08-20 17:24:31
1
user2752448660569
Varas :
Molweni mziwakuthi,,, mandincome kuqala Nkomo le nto uyenzayo, le mfundiso uyifakayo kwiSizwe sakuthi osele usikhankanyile ukuba sesamaNguni. Eli igxathu ulithe chu ukuba singahlala kulo singaphumelela, senzakala kuba silahle iziseko zethu. NdingumGcina mna onguNtloniphi kumaGcina kuba ke amaGcina maninzi kwidolophana yaseCala kwilali yaseMchewula emantla eCala. Siyashwama xa sisenza imisebenzi efana nale sele uyikhankanyile noba sisohluka kancinci kwezinye, umzekelo thina aside siyiveze ibhokhwe leyo kulo uqatywayo sisa kuphela kuye ilizwi.
2026-08-23 10:07:37
0
blaquenguni
Tolo :
the Nguni migration is a lie Mhlekazi.
2026-08-27 04:24:43
0
maydo32
user62981392705 :
👌Uchubeke chuuuu wena Mntungwa
2026-09-04 18:51:34
1
almondmandaba
almondmandaba :
yhoo ngxotsho ke bawo kwavokothekile
2026-08-21 15:06:38
0
ndalo.sam
Ndalo sam :
Nkomo Malinge kayise
2026-08-20 16:00:17
0
To see more videos from user @africana_sa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About