wooooow tata ndinalo ngxaki yeslwane its been 5yrs ayiko endingay zamanga...izawbako nini again date yase PE cz ndise Tinarha..every day sigungquza pezukwendlu
2026-09-25 18:51:27
0
limish :
Enkosi tata🙏
2026-10-03 17:10:22
0
Shwemekazi Elihle ❤️❤️ :
Kubebuhlungu ker mntaka mkhonto umhloniphe wenze konke but still kubeyize asuke Athi akaqhelanga yena ukuba nomntu o loyal and honest kangaka kuye futhi nomntu ongamlwisi 😂😂😂😂 Haisana kuthi andife