ye yiphi indawo eku bulalayo kula verse,yile yo cela amanzi okanye na le unayo ayo yakho
2026-08-26 21:18:56
1
Tk-zee :
Bathe kwenye incwadi bathi life is not fare😳
2026-08-25 00:43:35
1
Noko Ntozimbi🌟🌟 :
Masiyivume ba apha utatu Yesu wasigezela singabantu besifazane 🤦♂️🤦♂️
2026-08-24 14:25:44
1
The FX Empire :
My sis ndicela ukuthi pha kwakungathethwa ngandoda as indoda ukujola kodwa siyisebenzise kakhulu to condemn abantu abathile... I'll make a video maybe tomorrow just to dive deeper to prove a kuthethwa ngandoda ntombi mjolo. Bless you