Yjoo, eyam neyoung brother yam ishushu ibanda relationship mind you ndamshiyela ibele,now we're pretending each other phakathi kwabantu...it's a long story but I'm learning to let go bit and bit...ingxaki wayethe uzakuyibuyisa back (it's a large amount)
2026-09-01 15:31:22
0
akotungata54 :
Pay the money back
2026-08-31 20:41:06
1
Khuma :
Zifundiseni ungabolekisi ngeMali awuyo Bank 🙏
2026-09-01 06:09:23
7
nosievusani :
Andisoyiki uyisa kwi status🤣🤣
2026-08-31 13:57:26
15
thabisa Nathash :
MANDISI Mbangi wase cofimvaba I R6000 Yam😭😭😭😭
2026-09-01 09:05:33
1
Priscilla Size :
yhuu bhuti abantu ababuyisi shame kodwa mna xa ndibolekile iba yintoni yokuqala kum ukubuyisa.izolo oko ndiyo reyida umntu suka Wathi undilibele🤭zehla iinyembezi kumn ndahambha.sobe ndiphinde bhuti wam ndinike umntu imali🤞🤞
2026-09-01 06:25:24
2
A :
Waze way ibeka bhuti 😭
2026-09-01 06:57:57
1
zaza :
yes
2026-09-01 05:11:23
1
Nosamnki :
Enkosi bhuti Ababuyisi♥️
2026-09-01 06:20:38
1
Miss B :
say that again bro😔😏😳
2026-08-27 13:36:20
1
Tolakazi :
Yhooo bayadika bantu.
2026-08-31 18:59:24
1
Gqibelo :
Bhuti siqala ngathi ku late ngoku
2026-08-28 18:39:05
3
Vuyelwa Mama :
yhoo mna ndaboleka makazi wam R2000 exakekile 2024 till today
2026-09-01 08:46:43
0
limzet_limthe❤️💕🎭 :
aku bloke
2026-08-31 19:52:16
2
limzet_limthe❤️💕🎭 :
ohw bhuti , itshubuphinda
2026-08-31 19:51:31
1
Thobile Nzuza❤️ :
True 🤞🏾
2026-08-27 14:12:55
1
Asanda Phakane :
injalo Tata 💯💯💯
2026-08-27 10:39:20
1
Payza Melani :
Pewuuuuuuu aba babhatala nge voice messages bhuti
2026-08-27 20:06:16
1
Bandie☑️ :
Ndizihlonipha kakhulu relationship mna by saying "andinayo" liculo lam elo
2026-08-28 12:53:23
5
Zamaqocwa :
Andinasbindi sofaka kwi whatsapp status kodwa ndyafuna
2026-08-31 16:46:36
2
Ntombokuphela Dingela :
yhooo awuphosisi bhuti yinyan leyo
2026-09-01 03:08:46
1
To see more videos from user @laz.macaza, please go to the Tikwm
homepage.