@tshatshelerhafini0: SILUNGISELELA INTSEBENZO ENKULU🙏🏿🤞🏿♥️🔥.. "Traditional African Herbal Medicine Preparation 🔥🌿" This is the ancient way — fire from the earth, herbs from the ancestors, and the hands of a healer. I am preparing an imbiza (traditional herbal medicine) using organic, ethically sourced botanicals. This is part of our indigenous knowledge system — a practice passed down through generations. The fire is the heat of healing. The knife is for cutting herbs, not for harm. This is medicine. This is tradition. This is culture. #HerbalMedicine #AfricanMedicine #tshatshelerhafini #TraditionalHealing #IndigenousKnowledge
Mntwanomhle.As much as ndilandela kakhulu both Facebook & Tiktok,ndicela clarity:ntsebenzo ithi more than 5years abantu abangafumani msebenzi. Xa sithi umntu uyaphangela,but has been stagnant akho opportunity ephumelelayo apho anqwenela khona.Akho growth kwakule ndawo akuyo umntu-le ntsebenzo does it apply kuthi nayo?I hope andibheki caleni ngombuzo wam🙏. Ndiyi Air sign, ndivele ndachukumiseka xa le ntsebenzo kuthi kanti ingoOctober. #Umthwalo uyasinda of years of stagnation.
2026-09-01 01:51:51
1
chosen generation :
malini mtanomhle uzobe usekhona nge weekend?
2026-08-31 10:44:00
1
star thami Olifant :
awufuneki mntaomhle
2026-08-28 16:35:37
0
@Lethu_mvange :
Mntanomhle ceduma!!!
2026-08-28 12:56:08
0
To see more videos from user @tshatshelerhafini0, please go to the Tikwm
homepage.