😂😂😂😂😂 Wayekufuna esikhumbeni ke ngalamini, esithi uyamthufela 😂😂😂😂😂
2026-09-09 17:56:31
13
Lwange Kwandile :
Niphi makhosi fans 🤣🤣🤣🤣🤣
2026-09-09 21:13:43
10
Nelly :
makaye kubantu be wrestling🤣😆😆😆🤣😆🤣😁haiii nyannn...ungu somandla sana😁😂😂😁😁
2026-09-09 20:00:20
6
nellywamangxongo :
Wawuzobetha omnye ke usithi awumoyiki😁😁
2026-09-01 11:21:04
15
Mame Nyambi :
2026-09-09 20:54:37
3
Yonela Tshwane :
“Kwathiwa ekhaya ndingalwi”🤣🤣🤣very valid cc
2026-09-01 06:08:38
13
Mhlengi wam yaphila 🔥🎤💫 :
uyabetha keyena Xa kunguye 🤣🤣🤣🤣🤣🔥
2026-08-31 21:52:42
9
Mkha27 iBakhulu liDawana :
Sajika izinto 🤣🤣🤣 Wandikhumbuza uTar Bucs apha espan hay xa ityiwe Pirates ath "Yheeey sizosebenza apha please ningazofundekela" may his soul continue to rest... But ke "Badlala abafana" 😂🤣🤣🤣