@mr.kay119:

Mr Kay
Mr Kay
Open In TikTok:
Region: ZA
Sunday 06 September 2026 05:10:57 GMT
27916
1575
96
301

Music

Download

Comments

user655534560629
simphiwemini :
Enkosi kakhulu for a simple plain Gospel of Jesus Christ
2026-09-09 10:33:04
1
fundiswafusa
fundiswafusa :
What a powerful messages we received hai maan it's good to be an Adventist
2026-09-10 10:19:39
1
siphokamjuluko
KaMjuluko :
From back then 20 years ago when I first met this pastor, he’s always been like this 🔥 oh but he has also grown by leaps and bounds 👌
2026-09-08 16:05:12
0
thando.tee627
Thando Tee :
"Zizokhwela"😂😂😂
2026-09-06 17:08:56
14
madiemadiba215
Madie :
Tatami le 🎤 Ku cc simamele mfundisi
2026-09-06 19:47:24
6
mixxminenhledlami
mixxMinenhleDlamini :
Do you have a full video?
2026-09-07 16:33:45
0
mzi.cengani
Mzi Cengani :
Ndiyayithanda lentshumayelo ngoba utata lo uthunywe le indawo ayithethayo. UThixo uyakuyandisa ngenye imini lentshumayelo ngeimpawu zakhe. Ezika Thixo izinto azihambi ngoluhlobo esifuna ngalo. Zifune wena okwangoku ukuba unalo na uphawu luka Thixo. Eyi liyeza ixesha ivalwe imolomo yabantu bakaThixo.
2026-09-07 21:07:34
2
mr.kay119
Mr Kay :
Sonke besisebuhlantini bukaThixo kule weekend receiving powerful messages like this one but on early Sunday morning kwavakala okokuba kukho iinkomo ezikwiCamp-meeting but uphawu lwazo lwabe ingelilo olwa seSabateni…yhuuuuu with 24hours le sermon ishunyayelwe suke zaqhuba iinkomo ezingezizo ezaseSixhenxeni…
2026-09-07 12:02:57
1
abutisibelekwana_
LonwaboSibelekwana :
kugalelwe mos kwicala labantu abadala ngedevine. yuh!🙌🏾🙌🏾🔥
2026-09-06 17:57:37
4
xolisa805
xolisa805 :
Bhuti wam🥰🥰
2026-09-06 16:29:24
0
luvuyotshefu
Luvuyo Tshefu :
powerful message tata nyuka
2026-09-06 19:57:59
1
tshawekazi108
tshawekazi :
My Pastor....ndimthandazelaaaaa
2026-09-07 12:12:26
1
user47165879211711
Thamsanqa76 :
Saze samnandi isiXhosa💯💯👌
2026-09-06 18:20:03
7
aphiwe.isaac
Aphiwe Isaac :
I felt this 🙌🏻🙌🏻🙌🏻
2026-09-06 18:54:50
2
sylviankomipela3
sylviankomipela :
yho! nkosi yam injalo Tata
2026-09-08 18:55:24
1
togu23
Mfene Lazola :
Thixo inamandla 🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥 yhooooo inamandla lento ithethwa ngulo Tata
2026-09-06 14:22:17
5
anele.malgas
Anele Malgas :
ngumanyulwa kaThixo lo🤞
2026-09-07 21:15:43
1
nozandiledesireem
Mzandi :
yhuuuu nkosi yam 🙌🙌
2026-09-06 12:53:11
1
isilosikavukuzumbethe
IsiloSikaVukuzUmbethe :
Lo mfundisi has a very powerful skill of linking la mabali aselalini with iCebo losindiso!!!
2026-09-08 16:58:17
3
xolisamasiza
Candy cola :
🙌🙌🙌🙌🙌 Hallelujah this is powerful 💪💪
2026-09-06 20:41:19
1
ancebakazixhango
Ancebakazi Xhango :
Yes my President Amen Mdange
2026-09-06 13:26:44
2
zamilemgciza
Tshamazana Deyi Ngutyana :
yhuuuu Mfundisi wam 🙏
2026-09-06 08:14:25
2
user81516028110283
VeeNdlovu :
Yhoo hayi this is too deep and powerful. Enkosi Tata
2026-09-07 10:10:54
1
siyamthandastetya
Siyamthanda Stetyana :
🤔🤔Powerful🙏
2026-09-06 15:21:36
1
To see more videos from user @mr.kay119, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About