@tshatshelerhafini0: Replying to @khuthalakatise Into yokulinda ukuhoywa ,ilibazisa kakhulu... #tshatshelerhafini #fire #air #earth #water
Tshatshelerhafini
Region: ZA
Sunday 06 September 2026 07:26:28 GMT
Music
Download
Comments
💐⭐Jacqui ⭐💐 :
Priority is number one😍🥰
2026-09-06 10:13:24
1
lumkangxamngxa :
💯💯💯ryt CAMAGU
2026-09-06 10:14:56
1
sis T :
nceda nathi aloku mntwanomhle sikulo meko yakho wawukuyo nathi,worse ndikuphuphe undenzela iprescription wabhala ngepen on top of medication ondinike yona into emandiyenze😭😭😭
2026-09-06 09:06:02
4
Andiswa Nyakiso :
hay ndiyakhala kemna ngk 😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭andizazi noba ndingubani mntanomhle nndingawaphi ndizalwa ngobani baphi ndingumamni intlupheko kunzinzi nje Ceduma kodwa imini inye ndize kuwe ndisaqokolela noba ndize ngezalayo kodwa ndizoza 1day is 1day
2026-09-06 18:05:18
2
Akhona Ateyi :
camagu mntwanomhle🙏
2026-09-06 16:42:16
1
Kutie Ma-anang Nebhisi :
Camagu uthetha indaba zethu ngoku singakubuzanga siya Funda apha kuwe
2026-09-06 10:53:58
3
ta speech :
Camagu Mntanomhle aqinise nabanye abantu lamazwi baqiqe benze
2026-09-06 16:14:18
2
💙KHELA💙 :
Use Bluewater bay namhlanje mntwanomhle?
2026-09-06 09:14:55
1
Igama Ngu Thobzz :
ndithanda lento Ceduma uyindoda apho engafuni usizelwa nengasizelekiyo eqinisekileyo nge story sayo
2026-09-06 09:12:20
2
Wandesi916 :
eyishi mkhulu lento uyithethayo ilapha kum kunzim akulungi
2026-09-06 08:43:30
2
Zandile Sipeki :
kukho ngoma Zion Ceduma ithi.siphiwo sakho sikubizela ntshaba
2026-09-06 12:21:30
1
Zwide :
Yhooo mkhulu int efunisa amaxant or umsama ndazixelel mna ukb andinazo ezozint kodw ayandiphilisa amazw wakh mkhulu
2026-09-06 19:06:31
0
Phiwe :
Owyini wow🥲❤️❤️
2026-09-06 14:12:37
1
Buhlebemvelo.Lethu🌼 :
injalo xhego
2026-09-06 17:35:45
2
Ntyiks :
Camagu Mzima Bomoyi, Ndilo Gxwalinyamazi kaZima wow mtakaTata ukude ngemdikubamba isandla
2026-09-06 11:39:03
1
Never mind :
Injalo xhego xa ujonge ebantwini utshonelwa lilanga🙏🙌🙌
2026-09-06 14:29:50
1
Badi kaVelelo kaGcaleka :
Camagu ndodenkulu
2026-09-06 11:12:32
1
BulelaDanger123 :
yho camagu kubanjalo xa ndigodukile qha into yofuna ushiya ikhaya idalwa ntoni yona
2026-09-06 07:36:31
0
Wandesi916 :
ye mkhulu uphi nendawu?
2026-09-06 08:44:21
0
Luthando Notshele :
Mkhuluwa Nam kunjalo 😏and zinintsi nempawo apha kum and I notice myself 😳kodwa andikayifumani inyani e phelele ngam cz ngok ndi lost 😢 like I'm confused 😕 cz ekhaya kuya cawa e Postile and Mna ndikhalelwa zizighubhu noba ndilele intsimbe e zindlebeni 😏nam phupho wme a deep kakhulu
2026-09-06 09:34:08
0
Zuko dambuza :
Mntanomhle 🙏🙏
2026-09-06 20:45:03
0
ta speech :
umntu ongakwaziyo ukumamelisisa asoze akuve mna ndibulela impendulo engangxengwanga enamanqaku okuphila camagu Ceduma amawenu akuphe okungaphezulu konako
2026-09-06 17:13:05
1
~Sisamkele~ :
Ndiqale ukwazi ngalomibongo,ndatsho ndakukhangela
2026-09-06 08:43:12
1
not entle :
🥺🥺🥺
2026-09-06 19:59:29
0
To see more videos from user @tshatshelerhafini0, please go to the Tikwm
homepage.
© 2021-2026 TikWM. All rights reserved.