@mnikaziwendawo:

FELEBA EC
FELEBA EC
Open In TikTok:
Region: ZA
Monday 07 September 2026 14:55:37 GMT
37071
7628
372
142

Music

Download

Comments

dumezweni02
Lw'zzi Cuco :
Sometimes ndandijika endleleni ngoba zange ndababona ooMheza bezocela😭😭😭
2026-09-07 15:17:59
152
miyola1822
V~Vee :
Yho basithwala abantu belali yam xeim😭😭
2026-09-07 16:09:04
63
pazuka51
Pazuka :
Eish grootman
2026-09-07 19:01:57
29
thepeeone
PeeJay :
😭😭😭😭ndiyayazi indlala andifuni uphinda ndiyibone
2026-09-07 15:40:28
49
qhawekim
kim Maps😍 :
yooooooo bhut suythetha yeeer
2026-09-07 15:39:10
6
dj.melodee
Dj Melo-Dee :
I Was About To Ask Bayaphi Ababantu Who We're Genuine Helping Without Kuhlekiswe Ngentlupheko Yakokwenu 🤔
2026-09-07 21:25:17
7
bongiemagebanentoyi
Bongie 4 :
Bendilala ndingatyanga ngenxa yehlupheko😭😭😭
2026-09-07 15:25:52
22
aqhamile85
ayabonga bongar mnukwa :
ye buti uwagqibile its fine its okay
2026-09-07 18:03:29
1
aico075
Zion kid ☆🐄 :
oh!!!bhuti siyicelile into ekhaya yazi ndisebenza kwiretail kodwa it's been 10yrs or more singasaceli ekhaya qho xa ndithenga grocery ekaya ndiyabulel
2026-09-08 05:04:08
8
aliciamali90
Alicia :
ndandide ndixoke ekhaya ndithi kuthwa ayikho phofu kange ndiyofika
2026-09-07 17:30:03
21
msawenkosingxiya
Musasah :
but it's fine it's okay ndiyayaz mna bhuti lonto
2026-09-07 21:00:39
4
user6180335823197
Losta24 :
It was my everyday duty😭
2026-09-07 15:51:37
3
buja069
Bulelani Mxhego :
kukhona umfino kwakuthiwa ngu rhaljani ohlabayo 😭😭😭 but ke it's fine it's ok bhuti
2026-09-07 16:15:04
8
thompson.nxago
thompson nxago :
yhoo bro kwade kwathiwa komnye umzi side satya nesisitya
2026-09-07 18:45:44
5
bald.eagle58
Polo Nation :
Apho ixaka khona kuxa umntu oyaziyo intlupheko etsalisa ubunzima abanye emsebenzini,ibengathi indzondo yentlupheko eyikhuphela kwabanye
2026-09-07 15:54:26
17
06gabaza0
06gabaza✌️ :
mkhuluwa lo chapter yobomi ithi umntu ngumntu ngabantu 🤝🤝
2026-09-07 19:43:39
11
tubhane5
Mthembukazi :
Sakhula,, samhlonipha omnye kuba sazana nayo intlupheko nendlala.
2026-09-07 15:24:48
13
lukholomsengeni
Lukho :
Yho Feleba uvele uthunywe iswekile kulolocrush yakho uqonde ndiyaya ndimadolwanzima ndinjalo
2026-09-07 19:00:21
11
majama4753
Zizikazi♥️🤗🥰❤️ :
oh bhuti wam wayithetha inyani😭😭💔💔
2026-09-07 15:23:50
5
nande.883
Qhamani Zondani :
Ey buti kwakunzima 😓
2026-09-07 15:06:39
6
matyholo82
Mkwayi omkhulu :
injury to 1 injury to all injalo buti it's okay but it's fine
2026-09-07 15:26:09
14
mzee.com14
MZEE.COM :
Eyii Bhuti..But it's Fine..It's Ok Bhuti
2026-09-07 15:08:01
9
user3600987711182
@mzwah :
oyhini mntaka sisi🥲
2026-09-07 15:09:00
5
sandiso_mpongwana
Mbuyisa🤝🏾 :
yheeee bhutii uba uMzalikazi undithuma kumzi ebendithume kuwo ngezolo ndandiba novalo bhutii 💔. ngoba facial expression yalomntu kuzocelwa kuye ithetha yonke into mkhuluwa😔 kwekhhhh madoda
2026-09-07 15:19:01
6
To see more videos from user @mnikaziwendawo, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About