@iindabazethu: Lusajong'enkalweni usapho lwentwazana eneminyaka esibhozo u-Anovuyo Oncke nowanyamalala kwindawo yogobityholo iPhumlani village eNtshona Koloni #iindabazethu

iindabazethu
iindabazethu
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 10 September 2026 15:33:10 GMT
35759
1871
32
4

Music

Download

Comments

ap.hlongwe
AP KAULA :
"Umama wakhe usanethemba lokuba intombi yakhe isaphila" 💔😔
2026-09-11 03:43:40
32
siyaunathinteme1
IAMsiyamthanda Tshawekazi ♥️ :
Family maydibane no Thembi Nyathi channel 157 moja love uzamchaza uphi or kwenzekantoni.
2026-09-11 13:56:06
6
vuyiswa7839
Vuyiswa :
[Crying][Crying] ngenelela Jehovah
2026-09-10 18:41:26
4
phindile.qakamba
Phindile Qakamba :
Drisypack nenzani aph
2026-09-10 20:13:31
0
fundiswasiko4
fundiswasiko4 :
Babaziveze yhini😭😭😭😭😭
2026-09-11 09:38:02
2
luuzii8
mantsundu butu :
😭😭😭 iyhooo
2026-09-10 17:18:52
5
olwethusam3
Olwethu SAM :
ow kodwa bawo
2026-09-10 18:23:34
3
user392862659517
Ncebsie❤️ :
yoooo
2026-09-10 22:40:00
0
mihlali.blayi8
Mihlali Blayi :
2026-09-11 22:10:46
0
zimmy375
zikhona Myoli🔥🔥🥰 :
Oh hay Nkosi😅😂🤣
2026-09-11 06:33:54
0
marhadiie
LalaziTheQueen :
😢😢😢akunzima
2026-09-10 21:06:26
1
yonelatyhotyho
Yonela Mabhanqo Kumyoli :
2026-09-10 22:20:16
0
tavo_moymoy
Tavo_Moi🦁♌️ :
😭yhooo
2026-09-11 08:04:49
0
samkembasa
Samke Mbasa :
Oyhini umntana
2026-09-10 18:37:25
0
mpumeleloqwesha
mpumelelo qwesha :
2026-09-11 02:57:25
0
nandipamamkeli
Nandipa Mamkeli :
Kanti kwenzekani kulomhla yhoo
2026-09-11 06:23:14
0
thuli.radebe98
Thuli Radebe :
eyyyy💔
2026-09-10 17:50:31
0
layanma_36
Tayanda_19 :
jooooo hai pain yokulahlekelwa ngumtwan ungamazi noba wayaphy o God fihla ntsana zetu
2026-09-11 08:55:53
0
cpheh.ritoh
cpheh Ritoh :
ooh nkosi abantwana bethu sobafihlaph😭😭
2026-09-12 23:15:38
1
ztshangela
GASELA :
Yhoo madoda kwabuhlungu
2026-09-10 18:19:54
1
ivy.tomsana
Ivy Tomsana :
yoooh 💔💔
2026-09-10 18:57:00
0
leehkv
Leehkv :
ngamanye amaxesha ngase uNkulunkulu singamkhwaza simxelele ba uyasi failer ngamanye amaxesha😭😭😭
2026-09-10 19:03:49
8
othembele.mncaken
Othembele Mncakeni :
Kanti kutheni kwelilizwe ngoku Icaba yonke indawo kulahleka abantwana
2026-09-11 17:12:36
0
bulie.kubashe
Bulie Kubashe :
alika fumaneki na bethuna uba ngawakabani ohh man
2026-09-11 09:51:57
0
nt0mbifikile
Nt0mbifikile :
[Innocent][Innocent][Innocent]
2026-09-10 16:29:06
0
To see more videos from user @iindabazethu, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About