@mpktvnews_260: Ubuyele enkundleni kwiNkundla kaMantyi kuGompo uMan B kunye natyholwa nabo, kwityala elinxulumene nokudutyulwa kukaSilungile Malgas eAmalinda noneminyaka elishumi elinesithandathu . UMakazi wakhe uThembisa Malgas uthi belusapho abaziva kakuhle ngokubona abo badubula umntwana wabo beyabula ngaphandle. Ukanti elityala lihlehliselwe umhla wesithathu kweyeNkanga ukuze kuqhutyekwe nophando. Fumana ingxelo ephelileyo kwindaba zethu ngentsimbi yesithandathu (18:00) kwi DSTV Ch260, SABCPlus okanye neFreeVision Play. #BreakingNews #EasterncapeNews #buffalocitynews #MpumaKapaTV

Mpuma Kapa TV News
Mpuma Kapa TV News
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 11 September 2026 11:54:34 GMT
40689
1401
70
16

Music

Download

Comments

no.1svaah
Svaah :
Athini angenzi o live ene phone
2026-09-11 13:47:48
31
lloydz_92_5
Siya Lloydz😎 :
Oko kwatshintshwa igama kwathiwa "Gompo" a lot is happening
2026-09-11 13:43:25
19
thuli.kalawa
Thuli Kalawa :
Eey justice fails us cc
2026-09-11 19:56:54
0
wababa.anelisa
phumzile fukula p :
zangendamthanda nalo mn b
2026-09-11 14:17:45
8
user7563823935500
Mara :
God is in control mntase
2026-09-11 16:43:05
4
4kazi
4cks🦊4kazi :
Your guys i hate this line jenga mntana wonke😳 That means we normalize umosha kwabantwana 😳Andithi Man B urite but leyoba njenga mntana wonke
2026-09-12 04:32:27
0
ziphephelo
Msab'ungamazi :
Ba nolinda uThixo ithi lonto nisazolinda cause akuzuphendula tuu.
2026-09-11 18:30:53
3
siziphiwe.qanda
Siziphiwe Qanda :
Tjooo cc kwamna intliziyo yam ibuhlungu😭😭💔 💔💔
2026-09-12 05:11:22
0
ndoda_yamabadi
zwelie :
uthixo ugugile ngoku anisancingeli
2026-09-12 04:51:35
0
linda.avene3
Linda Avene🎈 :
Kukho into eningayaziyo ehlela umntu xa elele akhomntu wonwaba nje ngomntu ongaliliyo zinyembezi zabantu,trust me umvandedwa udlala ngaye xa kufuneka elele...
2026-09-12 05:17:28
0
lethu_ivar1
lethu_ivar1 :
kaloku uthembe uku briber amaPolisa
2026-09-12 04:54:34
0
ap40587
AP :
Zekhe ningayivoteli ANC nantso imwonga ngomenza Mayoral Candidate
2026-09-11 19:34:13
2
ta.msi0
ta msi :
ingalo yomthetho ileqa abantu abahluphekayo don't worry Sisi thixo uzophendula he looks doesn't care what he did
2026-09-11 15:21:59
4
user8777241117452
user8777241117452 :
Kanti noba kunini cc uzophendula uThixo sthandwa
2026-09-12 03:44:22
1
madoda.nkwali
Dopla67 :
Abantwana basebenza kwi company zakhe but no salaries paid.
2026-09-11 18:04:28
1
sipho.gomba
Sipho Gomba :
ewe sisi akazisoli ubhuti onwabile qha
2026-09-11 17:52:55
0
langa.mahlangeni
Langa Mahlangeni :
2026-09-11 18:55:29
0
bee_19838
Bee_1983 :
UThixo uzophendula kanti
2026-09-11 17:42:52
5
yongamatevezruzana1
Yongama :
Oyhini Man B Bro wam yhooo yhini akwabe wawucingisisile before wenze eliphutha. ayifani nawe Bhuti tuuu lendawu ukuyo. Sisi ngxeki inga uthixo anga right umntana🙏🙏
2026-09-11 17:25:08
0
zolak246
Dolly :
kwakutheni na lendawo zitshintshwe gama?
2026-09-11 18:02:46
1
pablo_adobe
Pablo Adobe July :
Aka amaguava kwa bani ?
2026-09-11 14:27:49
2
kaiser900820
Gasela :
i blame the new city name (KuGompo) abantu bavele bangathi ngoozincinci ngoki apha.🤣
2026-09-11 19:02:34
0
tboza926
Tboza :
Abantwana benu ngamaphara sisi qha niyabathethelela
2026-09-11 18:21:32
3
zou.gongo
Masixole_Zou_Gongo :
so angaphili ubom bakhe kngk like wenza oo live ebebnza na before moss as long engathethi nge case qha yena
2026-09-11 13:26:14
2
athi.gatyeni.khol
Athi11 :
Ukha amagwava kwindaw kabani cela kwazi kuqala?
2026-09-11 16:24:17
1
To see more videos from user @mpktvnews_260, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About