@nhanhatete: #foreverinourhearts @zolanitete

Someleze Tete
Someleze Tete
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 18 September 2026 13:31:41 GMT
32543
1819
195
14

Music

Download

Comments

honey27065
Honey :
I didnt know this guy personally kodwa his death pained me umtu afele italente yakhe isiphiwo asithathe ku Thixo..okanye yilento ndingowakwa Rhudulu nam lento ndiqaqanjelwa kangaka kukusweleka kwakhe
2026-09-18 14:44:56
65
iviwe.j01
Iviwe Jelman🥺♥️ :
"A fighter will always be a fighter" ilwa Nomzet bhutt♥️🥺🥳🥳🥳
2026-09-18 15:54:26
55
makgothigabrielgmail.com
Sandi makgothi :
umthandazo ngowokuba bagwetywe ababulali baka zolani
2026-09-18 19:28:27
25
yamangwevu2
Ncesh :
Asingomagwala eMangwevini makalwe u Skhomo xabevala amehlo mabambone 🥺
2026-09-18 17:06:22
17
tee_mav6
Tee_Mav :
yilwa lastborn
2026-09-18 15:00:54
8
yamamfene
5410.❤️ :
Iyalwa ichamp🥰🥰
2026-09-18 15:29:17
19
abegailjack2
nobuzwe :
inene ulikutane leZulu last born good ungabonwabisi baphume ngebhokisi bonke kulajele God bless you Nombanjana yini Skhomo yilwaaaaaa bhuti 🙌 thank you Lord God 👏
2026-09-18 16:18:30
9
lala00138
Lala :
Hey uyalibethi nqindi u Last born bethuna ningalibalu klk ebelungiselela I fight ka November he already won the fight futhi ke ngok uze kakubi amandlaaa ngawakho lastborn👏👏👏😇💪
2026-09-18 18:15:22
21
user2591247135731
Xoliswa :
God is good all the time. Justice for Zolani Tete.
2026-09-18 18:21:09
9
thembeka.notshulw
Thembeka Notshulwana :
Igazi lomtu obethembele kuThixo linzima 🙏🙏God is Good all the time,
2026-09-18 21:22:22
11
lennie7650
Lhezaa❤❤ :
Ohhhh lesound indenza emotional ebejima ngayo😭😭😭❤️❤️❤️ilwa Skhoma
2026-09-18 17:34:23
7
mafakuomhle62
MafakuOmhle :
Kona besikwazi bhuti ba awhile ingwala qhubeka ke ulwe Mr Tete🥰
2026-09-18 14:27:52
12
asange741
asange :
Champion always a champion
2026-09-18 15:39:33
5
svg5784
Svg :
Nombanjana
2026-09-18 15:11:57
5
luphelolinky
luphelo sbanyobi :
Iculwa nguba Yona lengoma khe ndiyimamelisise , tsiiii Khuphuka dlozi lika Tete, igazi lakho liyathetha ndatsho ndacinga ibhaybhile isithi" Noba ethule nje usathetha" Kubo Mhlatyana bawbone usisqithana Kanti yingozi ye Island
2026-09-18 17:45:19
8
lolokamva
lolokamva :
God is good
2026-09-18 19:11:32
6
mashengeoblessed
Mashenge_oBlessed🎭 :
2026-09-18 15:16:20
7
madlomo915
Madlomo :
Mna andimaz Tete kodwa ukubhubha kwakhe kwandeza ndingaphindi ndimthembe umntu especially kwindawo endihlala kuyo ndisebuhlungu nanamhlanje ngoba ngumona wonke lo kodwa akunani uThixo ukhona uzasiphendulela ngoba nangokuya bebesenza iyelenqe lombulala uZolani uThixo ebekhona uyayaz yena uThixo kutheni eyivumele yenzeke strongs Tete 'father 💪
2026-09-18 18:15:33
5
ayoladamsese
Ayola Damsese :
Andixole 😭🙏🏼
2026-09-18 21:13:39
1
itss.luyolo
luyolo. :
2026-09-18 19:15:13
1
kkhanya_k
Khanya :
2026-09-18 16:50:44
1
somilablou
Ngelwa :
2026-09-19 12:19:00
1
bulelwa.swapi
Bulelwa Swapi :
Yess my champ
2026-09-18 18:47:28
2
buyelwagmail.com
[email protected] :
Yilwa skhoma 🤣🤣🥰
2026-09-18 18:59:01
2
user16236623503487
user16236623503487 :
Thina bantu babulalelwa abantu ngompu sithi justice for uZolani
2026-09-20 05:33:59
2
To see more videos from user @nhanhatete, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About