Yhoooo Hay cc uyafana nam ndokhe ndaxola ekhaya kukona ndicinga uthenga inxiwa lam kengoku uMambathan as my mom ndimshiye exolile. Lee ye mentality yoba wokhela inkulu xa usokha ikhaya hay mabahlale nayo abantu bayo and soze sicinge ngokufanayo.
2026-09-26 16:44:20
7
thuleeD :
yoooo cc thanks to brake lama rhanisi angafuni kwakha amakhaya kube siti kayo nkulu thanks to do 🥰
2026-09-26 16:01:07
14
Veebulana_EmboSkinCare🍀💚 :
Hay betunaa😳banjani na abantu
2026-09-26 16:56:08
4
Radebe :
Zintimbi vusani amakhaya niyeke abanomona
2026-09-26 19:55:47
1
busisiwe nuh :
mna ndiyakuthanda qhaa ayikho enye mntase yhooo cc keep it up 🥰🥰🥰
2026-09-26 18:48:49
1
boomba :
Nami sisi ngiqale ekhaya bakithi 😁😁
2026-09-26 17:07:28
2
Engah4020 :
Akaziva mntase.
2026-09-26 17:11:14
2
To see more videos from user @yokiyokifica03, please go to the Tikwm
homepage.