@vusumzisobekwa:

Vusumzi Sobekwa
Vusumzi Sobekwa
Open In TikTok:
Region: ZA
Sunday 27 September 2026 13:02:19 GMT
185336
13745
816
1900

Music

Download

Comments

lelo6510
Lelo :
woooooow bhuti... thank you
2026-10-07 18:25:09
0
mamlamani_
nopinki :
Amen hallelujah 🙌 🙏 👏
2026-10-06 13:15:50
0
faniswalamani
faniswalamani25 :
that's my Dad👀🥺
2026-09-28 17:37:22
72
mzeke.mzakes
Mzeke Mzakes :
eeewe marn 💪
2026-10-06 12:39:22
0
vusumzisobekwa
Vusumzi Sobekwa :
guys i only have this video but i will tell him to make more videos ❤️🙏
2026-09-28 17:28:12
45
maninalubabalo
Kwayiyo :
We need more videos please
2026-09-28 12:31:35
54
nquma28
Nquma :
hallelujah 🙏🙏
2026-10-06 22:21:48
0
luvomabi
Mbu :
Now l feel like crying♥️♥️♥️♥️
2026-09-28 18:12:38
6
ayama.1
ayama :
The source
2026-09-28 18:04:44
2
ta.sboh
Ta Sboh! :
Umoya ka Thixo awukulindi ubesesakhiweni senkozo ukuze ukufikele, umoya ka Thixo wafika kumfazi ka Manowa esemasini ehlakula, wathi "uze uzigcine" ungadli nantonina, ungaseli nantonina, kuba uzakulizwa ngomntwana oyakuba "ngumehlulwa" ithi ithi i Bhayibhile woyika wabaleka waya emyenini wakhe, kanti kuzakuzalwa u "Samsoni", Lo tata naye ufikelwe ngumoya ka Thixo engekho nkonzweni okanye esakhiweni, ubonakala ngathi usethafeni okanye enkundleni ngasebuhlanti, into indizama ukuyithetha kukuba umoya ka Thixo awudingi ubesecaweni ukuze wenze umsebenzi ka Thixo!
2026-09-28 18:52:33
35
sonwabosolomonbon
Sonwabo solomon Bonga :
awnayo iphelele let video ? 😥
2026-09-28 05:35:07
5
sibabalwe.baca
Sibabalwe Baca :
kwekhu Mntungwa uchazile lotata😭🙌
2026-10-03 09:55:36
1
lendro.jx
Lendro_Jx. :
owh madoda umkhuluwa wathetha kwavakala.🙏♥️
2026-09-27 13:13:37
15
babsie212
Babsie212 :
Owu bhuti ayaphela amandla[Crying][Crying][Crying]
2026-10-02 16:55:50
1
ayaphila.mdidana
ayaphila mdidana :
I'm.in 😭 right now I need amandla
2026-10-02 14:07:54
2
makholi285
Makholi :
Sobekwa waphi lo eGompo?
2026-09-28 11:07:38
6
lindarockfishxham
Rockfish :
My God 👏👏
2026-09-30 11:44:05
1
size4817
zuzu❤💯 :
oooh nkosi yam
2026-09-28 18:55:51
2
lwandokazi00
lwandokazi00 :
tata ndithe ndisithi aphelile andawazi ndiwafumene phi. nini. ndavuka😭
2026-09-28 18:14:11
11
bra.mzee691
BraMzee Peter :
Eish Tata sithandazela lomandla 🥺
2026-09-28 06:49:51
7
zamekamazet1
Zameka Mbusi :
Amen mntaka tata syabulela🙏🙏
2026-09-28 08:25:53
2
nomthandazontoyak
Sis Thandie. :
Syabulela ukhona umnikazi wamandla
2026-09-28 19:37:53
1
user6654870366513
Nozie :
Nkosiyam a yaphela mandla tata
2026-10-02 16:54:04
0
gungu211
Bongiegungu❤️😘 :
Oww Nkosi yam watsho kamnandi bhuti mani ❤️🥰🙏
2026-09-30 06:20:02
1
samkelo.ndawonale
Samkelo Ndawonale sbhene :
awu mfowami waze wangibusisa
2026-09-30 06:04:30
1
To see more videos from user @vusumzisobekwa, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About