Ey sinqabile kodwa isiduko sam yazi,ndiye ndibe novuyo xa ndidibana nomntakwethu noba kuphi,Xuza,Mtlwane mahle
2026-09-29 12:04:20
5
user6152610798196 :
Andinigxeki ekhaya, siyafundisana. Xa kuthethwa, kumele ukuba ikhululwe already intambo emanqineni, ibanjwe nje ngabafana nokuba bababini. Intle into into eniyenzayo Duna namadoda Nakuni nekhaya👏👏 camagu
2026-09-29 11:32:26
10
chippa :
ei wathetha kamnandi mfondini qha nize nezizinto nizophinda nizibize xa kuselwayo
2026-09-29 16:44:40
1
Bram-mzi :
Tshini Taz upethingozi apa ereyini
2026-09-29 15:35:25
1
Ta-Khijo :
Leliphi isiko legusha ndibuza Kuba ndingayazi so please