When you’re irresponsible 😭😭😭you always get a responsible younger person 😭😭
2026-10-01 17:40:57
8
Ta Msijo🇿🇦 :
"uvase"😭😭😂😂
2026-09-30 19:40:19
209
@loYd2.0 :
yathetha ngathi ngu mkhuluwa wayo😆
2026-09-30 19:30:29
264
Mbu.Nkala.Jack🦀 :
ungabisaya khehle uyindoda
2026-09-30 18:39:47
163
bongi :
yhuuuuu yhini lomntana❤️❤️❤️
2026-09-30 20:28:08
18
ANe Le :
Uwatye wonke mkhuluwa
2026-09-30 21:00:45
94
🖤^ Miss Swartz ^🖤 :
wise young man ...♥️
2026-09-30 20:11:00
94
aneleelton :
kodwa mhle la lamazwi mntshana 👏👏
2026-09-30 21:07:23
130
semha :
"Avase "
2026-09-30 21:35:53
54
Luxa :
Iyinkulumo ezakhayo
2026-09-30 22:57:24
118
ricardo81s :
the guy listening
2026-09-30 16:13:41
189
Bantu :
Do you know that sometimes we can get imfundiso kwama khwenkwe phambi ngokuthi umntu abeyiyo indoda,I am saying this because lomfana loo wenza inzame nama tiletile okuba amcebise kanga ngoko ngoba ufuna into intlwe kulo uzakoluka and mna ndiyi ndonda ndithi le ntwana le iyalayo ndiyothulela umqwazi,gxekani madoda mna andizova ngani ngoba lentwana lee yi ndoda emncinci.Lilonke ndithi la mazwi ale ntwana maple kwaye angcwengile❤️🤝
2026-09-30 21:41:30
197
Somahashe :
“Akuthande amaCherry” 😭😭😭
2026-10-01 09:17:10
34
LUJASS :
Singayihlekela lento kodwa lentwana ithetha inyaniso