@msimelelo_g4:

msimelelo_g4
msimelelo_g4
Open In TikTok:
Region: ZA
Wednesday 30 September 2026 18:58:44 GMT
153385
10253
289
726

Music

Download

Comments

sivento4
Sivento :
Izawukhula ihlakaniphile lentwana👍
2026-10-01 10:17:43
83
aphiwe.qutu
Aphiwe Qutu :
yandilibazisa ke lento yhoo andinaskolo ngenxayayo ngk ndiyakhakhaza andisafuni nosondela kuyo ngk🤣😂♥️
2026-10-01 12:01:32
15
user1418085184754
Vusimuzi :
umfana wangempela udlula laaa
2026-10-02 09:16:24
32
sibongiseni.nyame
Sibongiseni Nyameko :
4 even 2 would be ok here. the place seems loose already to have 6. just adjust the plough not to go deep
2026-10-02 04:16:52
5
qathaka0
qathaka0 :
ziningi kakhulu egejeni elilodwa
2026-10-01 16:25:13
24
quester670
quester :
cows abuse
2026-10-01 16:26:36
1
mbombo782
Mbombo :
Nindicingisa emva apho ndibuya khona madoda, those were the days not for lazy people. Kwakusetyenzwa one👌🫶🏾🔥🔥🔥
2026-10-01 12:45:51
13
nolia_mcwane
Nolia :
Awu madoda thina esakhula sibolekwa siye entsimini yase mathileni👏👏👏👏👏 Ndatsho ndakhumbula utata yhoo
2026-10-01 13:15:10
20
zile766
zile :
we're only gals ekhaya , bekubopha thina ekhaya...my g/father taught us very well. I don't have regrets....we're are all responsible adults now, thx to imfundiso zakhe
2026-10-01 12:39:33
21
nzhingamolefe
NETSHIE MOLEFE NZHINGA :
1987 we used to do that unfortunately lightning 🌩 killed all of them in 1990 limpopo in venda
2026-10-04 17:15:57
3
khezolungakhethimlomo
Sthe28 :
yimi lo osentanjeni umalume ekhubeni umkhulu uyashayela mmmhhh kwakumnandi sakhula kahle
2026-10-02 05:48:59
6
user9137203815526
Taylord :
Isikolo sobuntu🙏
2026-10-01 11:42:18
5
user4461904428174
King Zanothando :
Kuphekwa iNdoda responsible apha🔥
2026-10-01 09:32:02
5
african0942
African :
sisuka apho
2026-10-02 09:08:15
2
02mkhonzeni
Nsika'yezwe :
2026-10-02 13:03:47
2
fiks.mz
Fiks :
Unyana wam usahlutshwa zinkukhu kodwa one day izobalapha iboy yam. [Tears of joy]
2026-10-03 08:49:45
2
user4515052776673
[email protected] :
kunjalo nje ngiyayazi lempilo 🔥🔥
2026-10-02 10:31:13
4
siyandamasiya127
Masiya Mhlamvu🌿 :
Ayikho impilo engiyikhumbul nje ngale lahamba I khehla lami kwaphel konke
2026-10-02 06:45:42
2
macija.ndedidi.ml
Macija Ngedidi :
ngyabonga ndoda 🤝
2026-10-01 18:06:07
3
etoe21
Eto'e :
aziliva mani zibaleka nalo buti
2026-10-02 04:04:27
3
user1344736806880
Nelson Mhini :
Awumadoda ndicingisa mna ndikhula ndikhulele kulomsebenzi silica Qhukru famer ekhaya
2026-10-02 07:53:42
2
user8765986865
@Bongz&Ave :
Intle lendima bra oh mandoda ndakhumbula madulo🤝
2026-10-02 12:23:10
1
xolisa.mngewu
Xolisa Mngewu :
zange ndayithanda lee impilo vuke ngo4 awuzoli kufunwa ukuphe idyokhwe ubophe. Zikhululwe emasimini zoluswe kwa ndim uxolo yolibona ikhaya late ngo6.
2026-10-02 19:33:43
2
jimalo171
jimalo :
hated to be in front
2026-10-01 19:52:14
3
phiwokuhlee.zotsho
Phiwokuhlee Zotshoo Ngalimanee :
ilele ngcaaa indima yakho bhutt 🤝
2026-10-01 13:31:42
4
To see more videos from user @msimelelo_g4, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About